Dr Love Tshakae

Dr Love Tshakae

Share

Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Dr Love Tshakae, Health/Beauty, Donkerbos6838, Dubai.

02/04/2025

Pain yohlala nomntu wakho , then afounelwe ngu mntuwakhe wamanyani kuthiwe โ€œThula nanku baby efouna โ€œ๐Ÿ˜ค๐Ÿ˜ซ๐Ÿ˜๐Ÿ’”. Uqonde wenjakazi mna andingo baby wakho ? . Kuthiwe ndandikuxelele uba ndiyajola wathi uzayimela ๐Ÿ˜ญ๐Ÿ˜ซ๐Ÿ˜ค. Haibo hule khange ndithi thetha naye ndikhona klk ๐Ÿ˜ญ๐Ÿ’”๐Ÿฅบ uvele ubone kunyuka into esifubeni izokuvala umqala ๐Ÿ˜ซ๐Ÿ’”. Xa uqala uqumba uphinde uzicenge ngoba lee bhefta ndiyayifuna nayo .
Phezukoba unyamezele lee call yale bhokhwe yakhe, kubuzwe uhleli nabani ? Wenzani baby ? . Athi yena โ€œNdisebhedini lele alone mntuwam sbwl s*x yakho โ€œ ๐Ÿ˜ญ๐Ÿ˜ uve nantso ntliziyo iyohlala emaqatheni ๐Ÿ’”๐Ÿ’”kungabinani bathethe hour yonke ๐Ÿฅบ๐Ÿ˜ญxa begqiba kuthiwe โ€œuqumbile kengoku ? Hayi suziphambanisa sana umdala kangaka โ€œ ๐Ÿ˜ญ๐Ÿ˜ญ๐Ÿ’”. Atsho phofu ejonga lee elala esithi khawulale wethu uyeke tuja ๐Ÿ’”๐Ÿ’”๐Ÿ˜ญ๐Ÿ˜ค. Phofu yonke lento yenzeka kwakho ๐Ÿ˜ฉ๐Ÿ˜ฉ๐Ÿ’”๐Ÿ’”๐Ÿคฃ๐Ÿคฃ

26/01/2022

Dr Love Tshakae Send a message to learn more

Want your business to be the top-listed Beauty Salon in Dubai?
Click here to claim your Sponsored Listing.

Category

Website

Address

Donkerbos6838
Dubai

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Dr Love Tshakae posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Subscribe

We will notify you when anything happens in Dubai.