Fashion designer.
WhatsApp and Calls:083 968 9727
Uba akakubheji, yibe!
Abantu abatshate by simply going to home affairs for signature have lasting marriages. Ingxaki yezi weddings zamabhongo zinishiya with huge loans and that create tensions in the household ngoba kaloku imali ayizopopa. Whatever you do as couples, sanukwenzela abantu ngoba bona abazobakho when the celebration dust has settled down. Go with what you afford and aslong as you marry the love of your life, nothing else should matter.
Awukakhweleti nyani ungekazfisi indoda ikudlikidle ide ikhale 💔ðŸ˜
U poste isidudla sakho ba comment abantu
"Uyavuya wena useno mama" 🥺
Beniyazi ukuba uTemu no Shein bayapeyisa?'🥰🥺🥳
"Chom yam ukufa , mntuwam ukufa" guy's okwakufa kungenaphi?ðŸ˜
Kunale revenge
Endisaylungisayo ndifuna
Abone ilanga ngathi li
Blue.
"Sthandwa sam, uzoqale
Utye? Okanye Uzotya xa
Ugqibotya mna? 🙄 Yhuuu
Ha. aa manditshate."