Z.Mtyi Z.A

Z.Mtyi Z.A

Share

My production is about poetry/ Funeral investment book'szuju

18/06/2024

๐Ÿ”’yitixele aze akukhuthaze

14/11/2023

๐Ÿ™..........ow

Enamasi ayisengelwa phantsi ๐Ÿค

Oyenamntu olaziyo ixabiso lakho ikwanguwe

๐Ÿ“Ezantsi e Qonce kwamhlaba ubomvu uyaqengqeleka
MTYI Z.A ๐Ÿฆ…
KE LONTO

13/11/2023

๐Ÿ“

Injalo ker
Ewe lonto

Mandithi phambi kokuba niwakholwe
Amazwi endiwathiyiliyo ukuba asisidlo somphefumlo phambi kokuba nizondle ngawe zeniqale niwahlole niwaphicothe Zeke yakufumaneka inyaniso kuwo nizondle ngawo

(๐Ÿ˜ญ namhlanje ke bantwana basekhaya ndizothi kwanele ngokuba nithembe abantu ngaphezu"kokuba nizithembile eyonanto ke endihleli ukuyazi ngumntu ๐Ÿ•ด๏ธ๐Ÿ˜ญ ...ndichitha iimihla namalanga ndifuna ukwazana nomntu ndifuna ukwazi indlela acinga ngayo indlela enza ngayo inzondelelo kukwazi umntu akhonto ndiyixabise njengomntu ndifuna ukwazi ukuhlakanipha nobuyatha bomntu ukukhohlakala nokulunga komntu ndifuna nje ukukwazi ngomntu

(Ezinye zezinto endiye ndaziphawula ngomntu ukuze ulunge ebantwini kfanele ubaxabise ngaphezu'knoba uzixabisile ubathande ngaphez"knoba uzithanda ubathembe bona ngaphezu'knoba uzithembile ixesha lakho ulichithele Kubo ngaphezu'knoba ulichithele kuwe ukuze ulunge Kubo fanele kuqale ezabo izinto kulandele ezakho eyonanto phoff bendizoyithetha kukba mntasekhaya ungathembi abantu ngaphezu'knoba uzithembile )2ungabathandi ngaphezu'knoba uzithanda)3kungenjalo bathande kangangoko uzithanda)4ubaxabise kangangoko uzixabisile unganciphisi ungandisi ungagqithiseli ungalindeli kuthandwa ngumntu ukwenzela mhla bathatha isigqibo soyeka ukuthanda ungakhathazeki wazi kakade ebengekho onondithanda ngalendlela endizithanda ngayo ๐Ÿ˜ญbendizotsho lomazwi bantwana basekhaya ndicinga ukuba ungenza njalo ungakhona umahluko Nam andazi ndiyacebisa

Kodwa ke ndasatsho kananjalo zeniqale niwaphicothe Zeke yakufumaneka inyaniso kuwo nizondle ngawo

Akutsho mna kutsho nyana ka Gaba ๐Ÿ˜ญ๐Ÿคž๐Ÿ“

04/09/2023

๐Ÿ˜ญ๐Ÿ’ต 05/09/2023

04/09/2023

๐Ÿ˜ญ imali iyaphela

04/09/2023

๐Ÿ’ฐ๐Ÿ’ต
โšก
INJALO Ke LONTO
05/ 09/ 2023
Ndiye ndavuka nelitshoyo ningayivumeli imali ningayivumeli imali inenze ningababoneli ntweni abantu

Ningayivumeli imali inenze nidelele abantu sanukuthetha nje nanjanina nabantu ngenxa yemali iyaphela imali
Akhonto ithethwa ngumntu ibhadlileyo ngaphandle kwephuma kuwe ngenxa yemali ningadeleli abakhuluwa ngenxa yemali bengenayo nje nabo basafuna iqhinga lokuyenza abazikhethelanga ningaqhathwa yimali iyaphela imali iyaphela imali

Uze ungathethi unothanda ku mama ,๐Ÿคถ uze ungathethi unothanda ku tata ๐Ÿคต zeningathethinje ngenxa yemali

Enkosi ๐Ÿ˜ญโ™ฅ๏ธ๐Ÿ™
Zeningabadeleli abantu ngenxa yemali
MTYI Z.A ๐Ÿ‡ฟ๐Ÿ‡ฆ
KE LONTO ๐Ÿฆ…

01/09/2023

Ndiboleke ibhayi ndombathe magaba โ™ฅ๏ธ๐Ÿ™

01/09/2023

Inkonyane liphuthunywa kusakhanya
Makwedini
MTYI Z.A ๐Ÿ‡ฟ๐Ÿ‡ฆ
KE LONTO ๐Ÿฆ…

31/08/2023

Ndiboleke ibhayi ndobhathe Magaba โ™ฅ๏ธ๐Ÿ˜ญ๐Ÿ™

Want your business to be the top-listed Beauty Salon in Cape Town?
Click here to claim your Sponsored Listing.

Telephone

Address

Cape Town