Ngithanda Yena
Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Ngithanda Yena, Health/Beauty, Garane location, Durban.
Umfazi 2
Anathi
Yaz ndivuke esibhedlela intliziyo yam oh ibuhlungu Sana kakhulu futhi akudlali umntu azi force kuwe sendicinge Kahle ndiyaphuma k*mele nje ndihlanganise olayin bam ndikuuphe drip ndisuk*me
Nogada " uyaph sis
Anathi " ndi right ndiyaphuma ngoku
Nogada " akakasho u nurse
Anathi " ndiyatsho kemna
Uphumile u nogada wayobiza umphathi wejele ufikile ke nyan sajongana
Mphath " ibizwa nganton lento uyenzayo
Anathi " ndikhuphe apha namhlanje
Mphath " haibo sis uyaz ayisebenz njalo
Anathi" well uyaz ke uba ndingakwenzela nton Xa ndingaphumi ejele namhlanje
Mphath " sukhwaza kaloku fine uzophuma
Ayanda
Uyaz u anath yena ufumana Yonke into entle indoda yakhe intle umzi wakhe mhle umamezala wakhe uyamthanda no Bhuti bomyen bayamthanda and mna what about me haibo yingakho ke ndithathe Yona ndonda le
Ndihlel e sitting room kwesisithaba somzi ndisela w**e kuqhamke lomama ashincayo akandithand kemna plus nam Andina xesha lakhe
Maduma " uyaz uzobuya u sis wakho and koqhuma ahlavana ezinye ziyofekethana .
Ayanda " uzofika ndi tshatile wethu nesithandwa sam
Maduma " Sona siphi ke umyeni lowakhe
Ayanda " sezoba ngowethu kaloku ngoku and ndizomzalela indlalifa
Sbanisam
Ngihlika e airport kudala ndahamba la ngibaleka Kona ukuth I love u anath and she is my soulmate kodwa ushade umfowethu bengeke ngimbukele ehluk*mezeka phambi kwam k*manje I made some few calls ukuth aphume laphana sinenyanga yalapha Khaya kethina u Zulu uyena owangitshela ukuth she's my soulmate nam ngiyayiphupha leyonto
Lwande
Sengifikile airport sihagana no Bhuti Kade sagcinana
Sbani " bafo
Lwande" kunjan Bhuti
Sbani " ngi right mfowethu
Lwande" ubuyele intombi yakho
Sbani " hayi Kahle angifun sixabane ngifika nje
Yaz phela u lwande uyaz ngalento kodwa akafun ukuyeka u anathi vele ke akangithandisis Mina ihambe Moto iyofika ekhaya Siva ingxolo siseza nje masingena umama no sis ka anath omncane
Sbani " mawami
Maduma " mfana wam yiza k*mama
Ayanda" wee mxm
Umfazi
Insert 1
Police: phofu uyayiqonda intoba uphantse wabulala umntu Wena
Anathi : ndingaphinda futh xandinofumana chance
Police: sis kwenzeken Kant
Anath : kunin ndithetha into enye uphantse ukundi r**e umfowabo womyen wam
Police: asina proof yalonto sis umntu ulwelwa impilo yakhe esibhedlela
Anath : u right kaloku
Ndithathe ndasiwa eziselen ngaphakath e khulukuth apho ndafika khona bexuthisan ngam
Ndilalwa ubusuku nemini zizibishwa Kant nabo onogada kunyanisiwe xakuthwa ubothemba ilitye bendingenje mna oh bendinentliziyo emsulwa exolayo hayi kodwa ngok ndingakubulala nge minute nditshatile umnyen akakaze Eze kwalapha ke ezondijonga
Ndingu boss ngoku eziboshwen ndiqhinwa izandla nenyawo ndiyaz Yonke intlungu ekhona la kwak*mele ndizilwele ndakhupha izidumbu apha andiqhelwa ndiyaziwa
Nogada : siboshwa izapha izixelele uba uyingoz kakhulu Wena
Anathi " yaz ndike ndamjonga lobhuti ndithule qha
Ungenile e wardin yam ndindondwa andith ndiboshwa izandla nenyawo wandicinelela endongen endokhulula ngenkan ke phofu besivele imile into yakhe ndilwile nam Oko sijijisana wandibetha ngalantonga yabo imnyama kwavele kwamnyama amehlo coz ubethe intloko le oh ndimvile Sana lam ezingenela k*m ebhonga ethi ndishushu kamnand ndise tight ohwu bendizok*mfumana yena xesha lakhe liyeza
Ayanda " uyaz iminyaka ka anath iyaphela pha sezobuya
Lwande " su warra babe ndenze icebo loba kwengezwe isigwebo sakhe pha
Ayanda " ngu sisam kekodwa noko babe
Lwande " ndizokwenza umfaz wam wesibin undizalele abantwana hayi lanto yakokwen ingazaliyo iminyaka emingaka sitshatile akazali plus akafundanga kunzima noba andincedise apha e office in Kant Wena babe you beauty with brains
Ayanda " ncoh thank you babe
Lwande " lowana ngumfaz nje wasekhaya ahlale nabazal anakekele bona azale then Wena babe uzohamba nam indawo ezintle noko andinovuma ukuhlazeka hayi
Ayanda " su warra babe ndikhona
Ndiphe one last round ndiphinde endawen yam ndiyosebenza
Umguqule weza ngomva
Big shout out to my newest top fans! Nomvula Makhubo, Akhona Beta Mangxotho
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Contact the business
Website
Address
Durban