Wiseman Aphiwe Notayi
In life if you don't get it forget about it. Make yourself happy and forget about your next door
INYOKA IFUNA IGAZI LOMNTANA..😭💔
umboniso wokuqala..❤
Iziphumo zobutyebi obuza lula azinginyisi mathe tu kwaphela ekuhambeni kwexesha kuye kufuneke ubhatale nge gazi la lowo umthandayo.💔💔
Igama lam ndingu Akho ndizalwa eBhayi kwilali yasebhizana bindim inkulu ekhaya bekungekhonto esingcono ngayo kwelakhaya kodwa bendizam ngandlela zonke ukuphucula imeko yekhaya nabo abazali bengayekanga ukuzam into ezakusenza gcono ngomso kwathi ngelinye ilanga ndivuka ngentsasa🌅wathi uTata yena ulele wavuka nalo icebo lokusenza gcono kwelikhaya ndabuza jenge nkulu yekhaya ukuba Tata lithini"elocebo wathi k*m yena ngomso uzakuvuka ayofuna INyoka yombutyebi kwiSangoma kwidolophu yakwa Zulu Natal kwilali yakuMhlaba uyalingana zange ndiyivume lonto wathi k*m AKHO nyana wam uthanda ungathandi ndizakuyenza lonto kwathi xa kusisa ngomso wenza njalo ukuya kwaZulu Natal uyofuna INyoka yobutyebi wabuya nayo ngobusuku akamxelela uMama lonto kuba wayeyazi ukuba umama nguntu wecawe akazuyivumela lonto wathi k*m xa ebuya akayifumenanga INyoka yobutyebi zange kuphele ntsuku ndabona izinto zihamba kakuhle kwelam ikhaya ndabe ndizubuza ukuba kwenzeka ntoni kanye kanye ndava uTata exabana no Mama esithi akungenwa kula Ronta xa sibuza kuba kutheni ngoku wathi masingambuzi izinto ezinintsi kukwakhe apha ndazixelela ukuba mna ndingu Tomasi ndikolelwa ngobona ndavuka ekuseni yena engekavuki ndayokroba kulandlu ingu Ronta omncinci xandivula umnyango ndabona INyoka emhlophe enamehlo ebomvu ndajongana nayo ndaphelelwa ngamandla okuhamba ndakasa ngamadolo ndaphuma ngomnyango wabe uTata esithi Gqi eyibiza esithi" Hayi Nyoka yomlambo yabuyela endlini ndabendithatha ezamphahla ndiphuma ekhaya eBhayi ndisiya Engcobo ndathi xa ndifika kwidolophu yaseNgcobo ndabamba itaxi eziya kwilali yase Gubenxa ndathi xa ndifika uTata wandifowunela esithi" Nyana buya ubutyembi bekhaya abubalekwa ndaphendula ngelithi yima ndisezakuyicingisisa lento uyithethayo
UMBONISO WESIBINI UYEZA..❤😭🙏
❤
Ndiyebuya ndisayosel
A true friend is like a p***s, he stands up for you in times of need. A genuine friend is like a bra, she supports you at all times. A faithful friend is like a condom , he protects you from all harm. A loving friend is like a va**na, she accomodates you fully despite the size of your problem.
⭕1. Ka*****ra says : If you suck one ni**le, the woman herself offers the other one. And that was the origin of "buy one get one free"!
⭕2. Did you ever notice: everything on a woman's upper body starts with a "B". Blouse, Bra, Bikini, B***s & lower body with a "P" Peticoat, panties, p***y... That's origin of "BP"!
⭕3. Before s*x, you help each other get naked. After s*x, you dress only yourself. Moral: In life no one helps you once you're fu**ed.
⭕4. Success is like pregnancy. Everybody congratulates you but nobody knows how many times you got fu**ed to achieve it.
⭕5. Life is like a dick, sometimes it becomes hard for no reason.
⭕6. Practical thought: A husband is supposed to make his wife's panties wet, not her eyes. A wife is supposed to make her husband's dick hard, not his life..!
⭕When a lady is pregnant,
all her friends touch her stomach ad say "Congrats!".
But none of them come and touch the man's P***s and say "Well done!".
Moral: Hard work is never appreciated: Only results matter.
Wish you all be safe I want to see you all next year Guys .
01/12/2024
Look at that.
If you don't get it. Forget about it ??
Leason of the day
Adekunle from big brother must win
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Contact the business
Website
Address
Durban