I.Masentse Indodakazi yabo

I.Masentse Indodakazi yabo

Share

God⭐❤
My lovely mommy and Deddy ❤
My lovely brother❤

11/06/2024

Thanks for being a top engager and making it on to my weekly engagement list! Sikelelwa Mageba, Qhama Mathola, Siphosakhe Ntaintai, Sive Lisekhona Ntsinde

02/06/2024

Intliziyo eyophukile 😔💔

Yazi imicabango wami iyithathile iduku yazibeka phantsi yathi iyandohlula lempi 💔.
Kodwa intliziyo yam indishiya phambile ithi ndiyofela empini noba ndingadidibala yona ndizoyilandela💔😔.
Ndiyafisa ukucela izaluleko kuni kodwa kuyafana nizothi hai Girl awuboni ukuthi lomfana akakuthandi,😭myeke yini uzixhaka ngaye 😩.

Vele nina anibazi ubuhlungu bomjolo niqomela imali nocantsi💔😔

Ombonayo azamxelele andifowunele angale 💔😔🙏
Ndifuna andixelele ukuba akasandithandi atsho oke nje amazwi ukuthi ebendindlala,😭atsho amagama abuhlungu ukuze intliziyo yam izohluphuka kuyena kabuhlungu😔
Ndifuna athi cha bendiku sebenzisa😔💔
Kade ndiyilanda iphokophela isiya kuyena kodwa isenethemba ukuthi ngelinye ilanga kuzolunga😭kodwa kuze kubengoku alukho utshintso 💔 yazi mmna ndiyambhala u Good morning ♥️phezu ko good night 💔ndize ndibhale ndithi yazi bbe ndiyazi ukuthi uxaxekile kodwa celukuthi masele unethuba ubuyele k*m😔 emvakwe mini athi bbe xolisa bephangele ndibesisilima ndimlandephe phezu kwezozinto zibuhlungu andenze zona😔 noba sele enephuma yimina othobayo 😔💔

Ndixelela bani ngoba nina kuninjabulisa kakhulu ubona abantu abohlukanayo ngoba nezenu intliziyo sezikhathele kodwa anifuni utsho

Mna ikinga yam intliziyo yam ibabhelele kuyena😔noba ngezenzo akasandithandi intliziyo yam ndizolida athi akasandi thandi,😔ndize ndikhathale kubesele ndiyaphuma kuyena😔Iyandiqilaza ngoba k*m kubuhlungu kuyazwela ndiyabona ukuthi akasandithandi😥 andazi noba yimi na osisilima noba nguye na osisilima💔😥 usengabona ukuthi mna funayena usengabona ukuthi mn fanele yena

🙆😯ndiyakwazi ukuthanda untu ongandithandi
Ubuhlungu bokhumbula untu ongakukhumbuli , ubuhlungu boxolisela ukufunwa ngantu, ubuhlungu bocelwa uthembhwa nguye 💔 sometimes xolisele ukhuluma njalo ngoba ndiyamthanda
Yebo nguyena owacela uthando k*m kodwa akatshongo ukuthi olungaka nani 😔💔
Ozonditshela manja ndicela azandixelele ufuna uthando olungaka nani 😔💔 ukuze ndingazumnika uthando angalufanele

by I . Masentse ✍️♥️

24/05/2024

Makubexolo ekhaya♥️is coming soon ✍️

10/07/2023

Sithandwa same😭❤
(Undidanisile)

By I Masentse

30/06/2023

Busuku benzolo

Want your business to be the top-listed Beauty Salon in Umhlanga Rocks?
Click here to claim your Sponsored Listing.

Telephone

Website

Address

Jubase Street
Umhlanga Rocks
ZIZIBELE

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when I.Masentse Indodakazi yabo posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Subscribe

We will notify you when anything happens in Umhlanga Rocks.