kwa hlabalihlangane

kwa hlabalihlangane

Share

spiritual healer
herbal shop
chemist

14/11/2023

Isiwasho senhlanhla
Ufumane umsebenzi
0697528302

14/11/2023

Iziwasho ukukhupha isicitho
Vasa
Futa
Thambisa
0697528302

14/11/2023

..... UMKHOKHA WE BUSINESS
. wena umntu othengisayo xa ubona uba izinto azikuhambeli kakuhle izasikwenzele imithi entlahla. Kwaye kwavaleka Indlela zakho ngenxa yomona. Ngaba ufakwe Amayeza amdaka ishishini lakho. Nasi isiguphu esindotsayo siyakhusela, siqanda amasela, amapholisa kunye nezigebengu

0697528302

05/11/2023

.. Isivamna. Iyeza lodlisa. Iyeza lobopha umntu wakho ajonge wena kuphela.lo ufuna ukubashushu ebhedini. Ubuyisela sithandwa sakho. Ukuthomalalisa umntu wakho. Ukungathandeki

0697528302

04/11/2023

AMANQAM INTELEZI
Holly arsh
Phinda mshaye
Inyengelezi
Sepa

Vasa.. Futa.. Thambisa
Susa umqwaliso
0697528302

29/10/2023

... Deda ubumnyama kuvele ukukhanya.. Xa izinto zakho zivalekile nali iyeza losusa amashwa kuvele amathamsanqa.. Kunescitho, ilitshwa, umqwaliso nali uncedo kuyo yonke iingxaki.. Umkhokha we business ukwenza ishishini lakho liphumelele

0697528302

Photos from kwa hlabalihlangane 's post 29/10/2023

Iziwasho
Amafuta
Sepa
Holly arsh
For...... Vasa... Futa... Thambisa
Ukususa amashwa kuvele luck

0697528302

27/10/2023

R150
Icombo YEZIWASHO (vasa.. futa.. thambisa)
Isiwasho mphendulo
Isiwasho vula kuvaliwe
Isiwasho nomphumelelo
Amafuta khanya kude
Bathing soap

0697528302

27/10/2023

.. Iyeza lokukhupha umntana amasi. Ibhotile ukukhupha umoya ebantwaneni. Ukukhupha inyongo. X**a isisu somntana si rongo, nali iyeza

0697528302

26/10/2023

.. Amabhanti.. Iziphondo.. Ntindili
Amayeza vasa/ thambisa/ qhumisa/ futa
Afumaneka apha. Xa ufuna uyangwa nokuziqinisa. Xa unomntana oya esuthwini siyakunceda akhuseleke ehlatini abuye ephila. Ukhusele imoto kwingozi nokubiwa. Xa ufuna ubetela endlini yakho from abathagathi namasela

0697528302

24/09/2023

..THETHA KWENZEKE
.unabantwana abangaku mameliyo naku umuthi ukwenze bakuhloniphe.ivamna kumntu wakho akumamele.lo ukushiyileyo lingatshoni ilanga engekabuyi.umlungu wakho or colleagues ziyakuhlupha uhlala oyika iza Sisebenzisane bamamele wena.idliso lesibambelelo ajonge wena wedwa

071 175 9993

24/09/2023

..Isiphondo samantombazana.ulandelwe ngamantokazi

071 175 9993

Want your business to be the top-listed Beauty Salon in Cape Town?
Click here to claim your Sponsored Listing.

Category

Telephone

Website

Address


Junxion Mall Philippi
Cape Town