Ubomi ngumzamo
Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Ubomi ngumzamo, Health/Beauty, 45Lukhanyo lwabantu strt, Cradock.
Mollweni ♥️
LiyaQhubeka kuWhatsapp ibali
Baninzi abantu apha but likes liMbalwa kakhulu tjoo
Chapter(¹)❤️🔥
Kwaku ksasa ngoloSihlanu ngalemin ndisalele kungene uMama ndikobude ubuthongo uMama ebendiKhwaza
:
Ma:Lundanele...Lundanele.
Mna:Ma.
Bendizo mbathise mba ngengubo intombi ilivila shame ekuvukeni ithanda ubuthongo
Ma:Vuka vuka Lunda ufuna ulala ilanga lide libethe empundu kusile ulibele uya esikolweni.
Ndityhile intloko ebeyo vula ama curtains nefestile ndikhawleze ndaJonga edongweni ixesha haibo lomfazi elixesha ibiyi 4-55 akuka bethi nalo 5 nJer
Ma:Yemnttana ndin undiva xa ndihleli.
Mna:Andilelanga Mama ndihleli.
Ma:Uhlelele ntoni ndisithi vumbuluka kwezo ngubo unguMnttana oyintombi into oyiyo.
Mna:Ndiyavuka Mama.
Ndityhale ingubo ndizo phakama waphuma lomfazi ndatsala ingubo ndalala aylilo nexesha elide ndilele bendisaQala uphupha uhlubula kwakhe ingubo sele endihlokovisa
Ma:Ucimba uphi apha lento nzothi ndithetha ulale wena hee.
Nditsibe sele endibamba ndamazi isandla sakhe siya khawleza bendime ngedonga ndibucimela
Mama:Taka Lundanele kandiphathele itshambok yam apho.
Tata:Indawni Nkosikazi.
Ndaswabuluka ngok nangok
Mna:Uxolo torho mama ndivukile.
Ma:Usame apha.
Mna:Ha.a andikho kwalapha.
Ndikhawleze ndaphuma ndohlamba ubuso ndavasa umlomo ndaya ekitchin ndifike amanzi emisiwe ndabenzela into yophunga ndabasela ekamireni ndifike uMama ehleli phezu kwebhedi uTata esezingubeni
Mna:Molweni bazali bam.
BebendiJongile ndiphethe lotray
Tata:Wathatha ngothi dyulukudu okwerhanesi awufundiswanga.
Bendidanile uxolo Tata ndiJike ndaphuma ndandula ubuza
Mna:Ndingangena.
Bona bo2 ngena ndangena ndaphinda ndabulisa kwakho
Mna:Molo mama noTata.
Tata:Uleli kakuhle Ntombam.
Mna:Ewe Tata enkosi nawe uleli kakuhle ndiyakubona.
Tata:Ewe ntondo....yeke enkosi ebethatha ikofu
Mna:Mama uleli kakuhle.
Ma:Ewe mnttanam enkosi ngeKofu.
Mna:Kulungile ndiye ndaphuma. Ndabuyela ekitchin ndabeka itray bendizula zula ndibuyele koMama phof iValo ingathi lizophuma ngomlomo kukoyika ndifike ndanoka basabela ndangena
Mna:Eee Tata noMama....
Bandibetha emlonyeni ndingeka thethi
Bona:Simamele bandikhuphela amehlo baJonga k*m.
Mna:Be be bendifuna ubuza kuni u u...
Bona:Uginye itapile elishushu wa u u uza endaweni yothetha.
Bendithule ndibaJongile
Bona:Lundanele.
Mna:Be be ndicela ubuza kulungile uba a a a.
Bona:Phuma xa ngakwazi uthetha.
Ndigileke ndaphuma ndaya ekamireni yam ndifike ndondlula ndandula utshayela indlu yonke ndayohlamba ndabuya ndathambisa ndanxiba impahla yam bendihleli esipilini ndizikama ndicula kungena kuka Mama
:
Ma:Wanxiba oblink blink uyaphi.
Bendiphakama
Ma:Mama sigqibile ubhala uMisi uthe abafuna unxiba impahla banganxiba nabafuna uhlala emakhaya bangahlala base bazolanda ireport zabo kuba akuzo bhalwa.
Ma:Andiyiva indawo ethi Lundanele nxiba impahla kulula ezinto unxibe impahla yesikolo ukame inwele ngemva yeke ubuvula indlela entloko.
Bendidane
Mna:Ok Mama.
Ndikhulule lampahla ndanxiba impahla yesikolo ndayenza pushback ndaphuma ndifike iphapha sele eyenzile uMama ndabulela ndatya ndathatha fruit neh 10rnd ndavalelisa ndahamba apha endleleni bendithetha ndodwa ndicaphukile ndade ndofika esikolweni ndifike ndangena ndihlala eClassin phof abanye abantwana banxibe impahla ndiM ndodwa kwiskolo sonke ozithe wambu nge uniform benze izitayle mna ndikamele emva zange sifunde kwakudlalwa sade sophuma usikolo ichomie yam ibingezanga bendihleli ndodwa babe abanye abantwana bendigezela ngombala wenkomo mxm sithe sophuma usikolo ndatsiba ndaphuma kuQhala ow abazali bam bayakwazi uhlekisa ngam abanye abantwana banxiba uniform ezibetha phezu kwamadolo elam yeyo mtshakazi mnttana tata ndibuyele endlini ndafika uMama ehleli etv ndabulisa ndadlula ndokhulula ndanxiba ndahlala erumin bendikhathazekile kungene uMama
Ma:Mnttanam bekunJanii esikolweni.
Ndiye ndamJonga ndaJonga phantsi
Mna:Bekuryt.
Ma:Yintoni kwenzeke ntoni esikolweni ukhangeleka ukhathazekile.
Mna:Akwenzekanga nto.
Ma:Ngok umlomo uthwelele bani.
Ndecwaka ndaJonga phantsi
Ma:Wuthwale lomlomo kude kubuye uYesu ukutya ndikufake kwi Macrowevu.
Ndathula ndecwaka andatya nokutya kakade ndiphume ngelithi ndiyodlala
Ma:U 6 ngu6 ker nontombi.
Mna:Kulungile Mama.
Ndiye ndahamba ndayoJonga umGanam kowabo ndifike ndabulisa
Mna:Molo Maka Indie ukhona uUndie.
Maka:Molo Lundanele akakho mnttanam uye kwamalume wakhe etown.
Mna:uMalume lor uhlala eziflatini Maka Indie.
Maka:Ewe mnttanam.
Mna:Kulungile nzoya kuye.
Ndiphume ndibaleka ndiyaQala nokuya pha kuba uMama akavumi ndidlale kude ndifike iGeyti ivaliwe ndakhwaza
Mna:Indiphile Indie.
Kuphume ubhuti osele emdalana wabulisa
Bhuti:Molo nontombi ungangena uIndie ndisamthumile uzobuya ngok.
Uvule iGeyti
Mna:Molo Malume kaIndie.
Siye sangena ker ndafika ndahlala phantsi
Malume:Ngubani igama lakho.
Mna:NdinguLundanele Malume.
Malume:NdinguLuzuko igama ukhululeke ufike kowenu wenze noba yintoni oyifunayo.
Mna:Enkosi Malume.
Malume:Ndibize Luzuko...zonga frijini into eselwayo uzigalelele biscuits zise peylini eli blue okanye uzisikele iCake.
Mna:Enkosi Malume.
Malume:Luzuko Lundanele.
Mna:Bendihleka ndiziGalelele iJuice ndasi
❤️🔥Introduction❤️🔥
Igama nguLundanele iFani nguJack ndiyintombi eneminyaka ¹⁵Years ubudala ndifunda Grd ⁸ ekhaya sikhula singabantwana abathathu kuMama noTata kwaye sihlala nabazali bethu ndino Bhuti omdala onguLungelo nodadewetu onguEnkosi sihlala kwikhaya eliryt kodwa abazali bethu babe strit kakhulu bekungekho lula uthetha nabo kuba besibazi bakhohlakele kakhulu bobabini uBhuti omdala ebezihlalela esebenza udade wethu ebese vasity emane ebuya ngaloma xesha ekhaya uMnttu ebehleli nabazali ibindim ndinguMnttana othule kakhulu nothobekileyo
Like and share n invite your friends
Loading....... Chapter¹
Molweni
Likes ziphantsi funu bhala
Andazi noba qhubeke nelibali or ndiliyeke ndiqale elinye nah celu luvo lweni pls
Ndoqala x**a bona likes zi 70 ker apha
16/03/2020
Nazo ker part ndoqhubeka namhlanje
16/03/2020
Mololweni ndaqala bhala namhlanje
Mandi nibulise nonke ndixolise ngothatha ixesha elide kangaka ndingabhali uyeza upart 1 enkosi
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Telephone
Website
Address
45Lukhanyo Lwabantu Strt
Cradock
5880