Ibali lika imibongo

Ibali lika imibongo

Share

Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Ibali lika imibongo, The Bluff.

08/09/2021

siye saya eShop ker nechomm yam safika kukho abafana ababini ngasegeyithini sabulisa bavuma sahamba sayongena eShop ngaphakathi sathenga ichips isitoki bhisikithi sahamba Saya emlanjeni safika sahlala ker sicokola
mna:waqhibela Nini ukuya emthatha
mesu:ngala mini ndandiyo kubona umntu wam 😍😭
mna:yho shem wayekela ntoni ukuya kuSipho🙈
mesu:haybo Ntombi kutheni wabuza khona kutheni waziqhuma amehlo😩🥺
mna:haybo ndonqena undiphoxe ndiya kwazi kaloku wena Xa ndikubuza ngoSipho usuke ubenomsindo 😒
mesu:Xolo ker soze ndiphinde ndibenomsindo 😒
mna:Xa ubuqalelani😩
mesu: bendisenziswa ngumsindo😒
mna:yintoni lena ikwenza ubenomsindo 😩
mesu:😩😩😩😭😭
mna:haybo 🥺
mesu:u-s-p-h-o uyandi😭😭😭😭
mna:ukwenzani😭😩😩
mesu:cela singathethi ngalento😭😭
mna:njanii ukuba singathethi ngayo kodwa uyakubetha lomntu😭😒
mesu:ngumntu wam njer unelungelo lokundibetha 🥺
mna: uphambene wena rhaa unelungelo njani kodwa akakulobolanga 🥺🥺🥺🥺
Mesu:funeka ade alobole naa 😒
mna:ewe chinii🥺
mesu:kodwa mna ndiyamthanda noba akalobolanga😒
mna:noba uyahlanya😒 khona yintoni lena uyinyamezele kulomntu kodwa uyakubetha 🥺🥺
mesu:Kuba ndiyamthanda naye uyandithanda❤️
mna:lomntu ukubethayo 💔🥺😭
mesu:hay masiyiyeke ngok iphelelwe
mna:ohky ker Xa kutsho wena kodwa uyakuthi ndabditshilo ukuba lomntu uzakukuhluk*meza 🤞🤞
mesu:ohky ker Xa usitsho👎❤️
mna:masamba kuba mnyama ngok siye sahamba ker wangena kokwabo nam ndangena ekhaya❤️❤️

08/09/2021

molwenii😭😍😍😍

13/08/2021

simyo: andikuvanga cela uphinde🙀
makhulu: noba uphambene 🤨
simyo: yho 😪
Makhulu: uthi yho ntoni ker ngok🤨
simyo: hay bendizithethela mna mama
makhulu: heeh 😀
simyo:ikhona ingxhanki mama😳
makhulu: awukho riite yazi wena mntanandini ka nantsika😀😳
simyo: hay masiyeke mama ngok khe sitye ukutya kwethu kuzophola🤨
makhulu: ntoyaziyo leyo🤣🤣🤣
simyo:ndinyanisile njer mama
makhulu: mxxm🍜🍜
simyo: noba kupholile uko kutya kwakho mama kusapha k*m ndikutye mna 🥺
makhulu: ntoyaziyo leyo yhu 😳kanti awuzukuvha tuu okukutya uzakutya ntoni ekuseni
simyo:sikhona njer isonka mama
makhulu:azusitya kaloku wena uzakutya oku kutya kwam
simyo: yhoo hay soze ndingasityi isonka mna mama
makhulu: khaveze lee ndawu utyela kuyo ukuba ingakanani naa
simyo: nasi njer isisu sam sisikhulu
makhulu: mxm sikhulu phi naa esisiswana sakho
simyo: heeh awuyazi into ekulu wena mama
makhulu:uyayazi wena
simyo:ewe ndiyayazi
makhulu: nzothini ungayazi ker ngok mna
simyo: andikwazi kaloku mna
makhulu: mxm yabhuda ngok wena khanihlamba ezizitya nini bantwana ndini omnye atshayayele
simyo: yho andihluthi kamnandi mama
makhulu: uxelela bani ker ngok lonto leyo
simyo: ndixelela wena nje mama
makhulu:ndiyithini ker ngok mna lonto yokuhlutha kwakho
simyo: cwaka
siye sahlamba izitya ker satshayela kwathandazwa sayolala Vuka ekuseni xukuxa Sulu buso ndatya ndayohlamba iimpahla zam ndabuya ndazoneka ndaya endlini ndinga lambanga😩
mna: tyawa ntoni naa apha ekhaya
Onwa: akutyiwa mntasse nam ndilambile
mna: haybo girls kodwa Nini abasendlini kodwa aniphekanga haysuka nina niyadika yazi ndaya ekhabhathini fika ndathatha iichips4 ndazigalela ezityeni ndigalela ipaloni nerama ndazamiza yho ayimnandi🙈 ndaforwunela ichomm yam ndathi masiye eshop sikhe sibethwe ngumoya

13/08/2021

Andizuphinda ndibhale mna anifundi kaloku Nini 😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭😭

12/08/2021

Ndihlala nabazali bam nabantwana basekhaya ❤️😭
ekhaya siba-19 ngumakhulu mamqoco (una61)bengumakazi Sisi Kazi Sana malume ongeziwe Sikholiwe 15 Amahlle14 Onwaba12 simyolise 8 Emihle 6 oluhle2

Abanye basemsebenzini kushiyeke umakhulu malume Sikholiwe Amahlle onwaba simyolise Emihle oluhle ❤️😍

makhulu:khaniyokha amanzi Nina nibuye nipheke kwangethuba niyeke upheka ebusuku
hayke siye sahamba Saya emlanjeni safika
kukho abanye abantwana ndithe Xa
ndisikha ndeva kugena igade elikhulu
emanzini axhobeka amanzi yho
andacaphuka Xa ndinyeka bahleka
andacaphuka🤦😩 ndawakha ngok
emdaka sahamba ker wabuza uonwaba
ukuba kutheni emdaka amanzi wam
ndathi ndifike emdaka wathi kodwa
ngok bendisikha mna ebengekho
mdaka ndathule ker mna
Safika uamahle ephekile kwavuthwa ke ukutya satya 🧆
makhulu:kutheni kukrakra nje okukutya 😩
simyo:hay mama akukrakri okukutya nje
makhulu: soze uve nto ikrakrayo kaloku wena uyakuthanda nokutya
simyo: ndayeka utya kakhulu mna njer mama
makhulu: yhu ungayeka utya kakhulu wena 🙅
Simyo: 😂awundazi wena mama
makhulu: yintoni le ndingayaziyo
Simyo: hay yeka mama 😪
makhulu: ndiyeke ntoni ngok simyo😀😳
Simyo: hay yhu mama uyandiphoxa ngok 🤦
makhulu: ndikuphoxe nini na mntwana wam 🥺
Simyo: ngok😭
makhulu: Xolo ker andizuphinda
Simyo: ubuqalelani kanti.😭
makhulu:mxm uyandidika futhi wena utsho ngentloko ekulu apha lonto ukutya akuyi esiswini kuya apha kule ntloko yakha 😳😂
thina:🤣🤣🤣🤣
Simyo: 😭😭haykodwa kutheni ndigezelwa apha
makhulu: ubufuna kuthiweni wena uthandwe
Simyo: ewe😪☺️
makhulu: yho uyawukuthandwa pha kude hay apha kule ndlu yam uyavha ker boy boy 🤣
Simyo: 👀😭

11/08/2021

Ingama lam ndingu imibongo majjola ndihlala ecofimvaba ibali lam ndizakuliqala ndina7 ndifunda ibanga lesibini (Grade2)

Want your business to be the top-listed Beauty Salon in The Bluff?
Click here to claim your Sponsored Listing.

Website

Address


The Bluff