Intlungu ka Lingelihle
Ibali lam lizobangentlungu neqwithelo esidlula kuzo
Kulanto ye insect emfitshane bantase limitwa ngu fb nindixolele alifuni ndibhale ku crome ndiyebuya khabe nirhalaπ€£π
Insect 74
Zuko: Saba phezu kwam isandla Sika yehova waphuma nam uyehova ndik*moya wandibeka entilini phakathi Yona izele ngamathambo wandidlulisakuwo wandijikelezisa ngenxa zonke yabona. ebemaninzi kakhulu entilini leyo yabona eselomile kakhulu wathi kek*m nyana womntu uyakuphila na ke lamathambo ? Ndathi nkosi yehova kwazi wena wathi ke K*m profeta phezu kwala mathambo uthi kuwo mathambo ndini liveni ke ilizwi lika yehova itsho inkosi uyehova kulamathambo niyabona ndingenisw umoya kuni niyakuphilake ndiyakubona a imisipha ndimilise kuni inyama ndinaleke ngo lusu ndifake umoya phakathi kwenu niphile N**i ukuba ndinguyehova ameni bazalwane
Abantu : mh ameni tata
Zuko :niphile N**i ukuba ndinguthixo ameni bazalwane
Uthe esashumayele bemjongile abantu wavele woma umfundisi abantu bajonge kuye bonke bathe xabebheka kwangena umama olixhwele wane ome nko uzuko kondwa ebesamile
Lomama : haaa(ebesitsho ngesona Sandi sakhe sakhe sasikhulu abantu. Bebesoyika ngoba namacango ebezivalekela zivestile kungcwele kuyilonto phakathi isifuthufuthu esilapho bebephatha k*mgalela amanzi uzuko hai akanyakazi Sana
Lomama: ubungayazi ukuba ndiyakubalapha ngenye imini ngabantu bam aba ndithi kuwe ndinike lomntana ngokuba awusoze ulunge K*m uncinga uyamkhusela ayingomntanakho lo
Zuko : phuma sathana ngokuba kwalapha K*m soze ulunge ngokuba ndim inyaniso ndim ubomi
Lomama : wayinyaniso wabubomi andingeni ndawo ngokuba kwalo thixo uthetha ngaye soze umbone
Zuko : umdala mama phofu andothuki ngokuba owam uthixo uyayenza imimangaliso usebenza ebumhlotsheni akasebenzi ebunyameni
Lomama :ndithe yeka lomntana undinike yena ngokuba akusingowakho
Zuko :uthetha ngomphi umntana mama ngokuba mna andiphethanga mntana okanye udinga umthandazo
Lomam : loo ebesitsho ekhomba omnye Wabantwana abancinci pha ecaweni
Zuko : mthathe
Lomama : ungafuni ndiziveze ubumna bam kemnake bhuti ngokuba ndithe ndinike lomntana
Zuko : mthathe mama
Masidibane lait bantase akagqibi ubhala Kuba ngenzinto kule weekend ,zama nje uvele ndinikhumbule
Niyacela bantase apha ππ
Eyy bantase andinilahlanga qha into yobhala isebenzisa igqondo ngoko ke zintsuku zobhala esikolweni ndiyafunda phinde ku bhalwa
exam ngoku ixesha elininzi ndilichitha ekufundeni ndithi sendifikile apha ndingakwazi cinga ba mandithini Kuba igqondo inxinene kondwa nzozama bantase soze ndinishiye ndinganifikisanga apho nifunu fika khona πππ
Continue
Khaya : ouhk mntwam ndisendleleni
Kwa Olwethu ezilalini abantwana bakhe bebesele bebadala noko ngoku ngoba bebesiya kwiminyaka yamashumi amabini utatabo ebesele egula kakhulu ngoku kucaca ukuba angathi ngelekeqe nanina into ibibavuyiswa abantwana ngoba bebezakutsho bakwazi ukuya kwindawo ezikude kunalapha elalini
Olwethu : kondwa sithandwa Sam ndizakugcwaba njani uyimfene ngubani ozakuza esingcwabeni sakho
Mfene ; kunya zelekile wenze icebo njengamkam kaloku ukuba awuyenzi lonto leyo ndifa nabo ababantwana
Olwethu: ouh kondwa somandla ingana lihlobo obuyisa ngalo na eli ewe ndikwenzele okubi ebentwini kondwa bendindingazi ukuba akukunganga ndiyazivuma izono zam kunokuba ndingcungcutheke elihlobo ungase undithethe njena
Mfane : uthixo akakuva fondini ndithi kuwe kuzakunyanzeleka undingcwabile ngokuba ndingumntu nam ndinako ukungcwatywa
Olwethu : ndizakubona Icebo
Ivele yecwaka imfene kephofu ubangayishuk*misa ayishuk*mi akukho nabantwana endlini akukho nomeza ngoba bebehlala kwindawo elihlathi ngoko ke bebefihlakele kwabanye abantu bebemana ukubo a abantwana ababini bephuma kwelahlathi kondwa bebengayihoyanga into yalo
Kwazuko
Sandi : lonto ayivuthwa nale mbiza yakho umntu angade afe usapheka
Zuko : hai kaloku kufuneka xawenzela inene into uyiciselele ngokuba nalo soze likunike isitya esimdaka
Sandi : haike ndiyakuva wea myenam ngoko ke namhlanje lait kufuneka site ecaweni inoba nabantu bathi kwavalwa
Zuko : unyanisile sithandwa sam kondwa bayakuyiqonda wethu umntu ngamnye unengxaki zakhe ajongene nazo
Sandi : kwelocala unyanisile Ave Icula kamnandi ke ikwayala yethu
Zuko : I Wes lamntana unosisi atho ngelalizwi lakhe lityiloza kamnandi
Sandi : mxm andithethi nawe mna
Zuko :xolo kaloku bbe bendincoma nje bengayazi ba yaqumbisa
Sandi :kondwa ungcoma elinye ibhaa ndikhona
Zuko: you hai ndiythandwa ndide ndikhweletelwe hai bbe ngumntana lowa soze phinde ndimngcome ke iza ndiphuze
Sandi :(ephakama ) mncwa
Insect 73
Ukhaya ubuyile kowabo uzuko uhleli nosandi kwicala lokutyela endlini yabo
Zuko : ndiyaxolisa mfazi wam khakhulu
Sandi : uyayazi nawe ndiyakuxolela kondwa I pain endinayo ngaphakathi yilena mhlaze ndaxabana nawe iyaze ibelidimo
Zuko : ungandibethi kaloku sthandwa Sam
Sandi : her haike wea lonto andibakhumbuli omhle ulinge ubazisa Nini
Zuko : hai bbe uyathanda uzixakekisa ngabantwana banomama abantwana bayeke ndase ndibathethe ngenye imini ngoku lixesha lethu aobabini ndifuna khe siphume
Sandi : hamba xesha nzakhe ndibone lonto ndilambile cinga ukupheka ngoku awulambanga wea mntwam
Zuko : hai wethu sanlwam bendisanda kutya mna akukapheli need 1hour kucacile ukuba ndinohalal nawe iminiyonke ndingatyeba
Sandi : (ehleka )hai kaloku mna ndiqhele ukuhlala nabantwana umntana ke xa esendlini utya oko
Zuko : ndiyakuva mna ngoko ungathanda ndikwenzele toni etyiwayo
Sandi : soze kaloku zange ndakubona upheka ndinomdla wokutya andifuni kutya kungavuthwanga mna
Zuko : Ave ulinene kanene khayeke ndiyokwenzela efikr kuqala khesibone awuzofuna ndikuphekele qho nha
Sandi : khawenze khe ndibone ndise andakuqonda
Zuko : zihlala apha kwelicala funa ndikushiye nesyali ngoku
Sandi : ndiyeza bbe nzaqala ndixibe yabo
Zuko : eshhe awufuni uxityiswa ngumyenakho
Sandi : awunothi ungakwazi kutsh*tsha napukeni uphinde ukwazi uxibisa mna
Zuko : yoo khandiyopheka usukufa wea ndiyakwazi
Sandi : undithanda ndinjalo okokusalayo
(Oko bezonwabele behleka )
Kwalinge ugqegqile abantwana basesikolweni ushiyeke yedwa ubhuqwa sisiyali uve nge call eshka kukhaya
Linge : mhh
Khaya : awasabelela phantsi caba undiniwe na bbe
Linge : andidinwanga sthandasam ntonje bendingalindelanga mntu uzakufoun
Khaya : caba ndiyadika nalento ndingazokulindelwa
Linge : soze udike wea kaloku sthandwa nanina
Khaya : ouhk bbe andenzinto apha ndinesiyali bawela zokubona
Linge : siyafana ungaza bbe ngoba nam ndityiwa sesosiyali
Abantu abadala abasazi isixhosa uyaze umve umntu omdala esithi phuma phandle kondwa usendlini bekungamelanga uthi phuma endlini uye phandle π€£π€£
Yoo ndiyihlekile kele video...
Khabeni nisobhathi ngubo ndiyeza ngoku β€οΈ
Continue
Zuko : impahla
Sandi : ngu urty wakho caba lowo
Zuko : uchuku
Sandi : hee yazi uyanduxaka wena zuko ndim onochuku ngoku
Zuko : ubungathanga u rty nha epatini ngoku uyaphi nempahla
Sandi : ubundibone ndiphuma ngalamnyango nempahla onkanye ufunke ndizisonga ndizifaka e bagini
Zuko : sandi kutheni ngoku xa uthetna nam ungxola
Sandi :yazi yintoni zuko ndikunyamezele kakhulu Mani ndinayo imali jonga bhuti want sozibe uphinde umfumane ofana nam umfazi oyokuthandela yonke into yakho thatha nantsi I ring yakho ndimphose ngayo ebusweni bendinomsindo . Uhlale uvule I foun yakho ndizakufakela lamali wawundolobole ngayo ebhankini ndithule impahla zobufazi ndamphosa ngazo ebusweni okugqiba kwam ndaziminca nge Jean yam ndamhle ndangula Sandi wayedibene naye emthanda
Zuko : bbe kuxatyanwa ngomlomo kuphi dwe kulungiswe ngawo
Sandi : akukho kwanto ezandilungisisa into nawe mna uvile
Yemani ndithe ndisangxola ndavele nda dezzy ndawa ndizigqibele eloxesha ndivuke esbhedlela kukho ugqirha ecaleni kwam no zuko
Gqirha : sorry for your lost sisi ubukhulelwe ukhulelwe nje yonke into ekutyayo ubuyingcina lonto ibangela I stress esikhulu kuwe sanci izela umntana wena kondwa uthixo uzakuphinda akubusise ngomso uyaphuma mandinushiye
Yemani bendithe prii ndixakiwe ukuba bendikhulelwe njani Mani ndingaziva ndijonge love swain ebelapha ecaleni kwam ba uyakuthini ebese wane zothe bendimcapukela nyani ihlobo intliziyo yam ibibuhlungu ngalo bekuthi mandimkrutshe afe naye
Zuko : bbe uxolo sisengazama futhi mandinzi amaphupha ndiyaxolisa mkam ngayo yonke into ibusenzeka andiyazi ukuba bendingenwe yintoni ngoku umntana wam uswelekile
Sandi :(ndimqgawule engakagqibi ) ucedile wasweleka ngokuba evezakuphikwa nguwe noyihlo nako nikwazile ungandazi phambi kwesidlangalala ngoko ke zuko fokofa ebomini bam
Zuko : Sandi ndiyayazi uthethiswa ngumsindo ungumntu onentliziyo entle wea cela undixolele mfazi wam omhle ndiyakucela nditsh*tshile ngoku ndisisodalwa sikath
72
Sandi's pov
Hee bendingayazi bamandithini kondwa intliziyo ibibuhlungu kakhulu bengayazi nzakulila kubani ngala mzumzu bengakwazi nokuqhuba ke apho benzakuthi mandiqhube ndiye endlini ndithathe I foun yam ndafounela I ubber lithe mandulinde nje 20 minutes kwabe sekusiza esisimaga ndasiphiwa nguthixo phamkwam ukuba sizothini andazi
Zuko : bbe
Sindi : mntwam
Zuko : u founela bani nha caba
Sandi : bendifounelwa ngu sisi wam kutheni wandibuza
Zuko : ayonto
Sandi : ubuzele lonto apha phambi kwsm
Zuko : bendizakuthi ixolo mntwam ngokwenzekileyo
Sandi : kulungile bbe ungahamba ke uyokonwaba nabanye abantu mna ndisa xakekile kacici ndizoza vha
Zuko : ouhk mntwam nzakulida ke (utsho ehamba )
Hai jonga kudala ndahamba zange ndayibona indoda emoshayo ithi yakugqiba izocela uxolo uthi uyixolele ivumbulukr ihambe kunane uk*ma aqinisekise ukuba ndi rtt nyani nha kondwa bendingayihoyanga let bendidinga ukulala ndingekazi Moshi ngotywala
Linge 's pov
Hai bendimvela ngoku umfazi kazuko kaloku ndingumntu nam uyakuthini utakazuko ukukhomba mna ekubeni esazi ukuba nakuya umfazi kazuko kondwa naye umathile Mani bekungasoze k*m
Sand's pov
Ndiphumile ngomnyango ucinga usuku ukhe wazihlupha ngokuba uyaphi sandi change aqalise ndikhwele I ubber ndahamba ndifike nje endlini ndakhwela phezu kwebhedi ndakhe bdaziphicotha hai kaloku ndimuncu andisazazi nokuba ndi rongo okanye ndi rtt nha bendikhala kondwa bendikholelwa ekuthandazeni xandiva kabuhlungu ndizive ndimcela uyeva ukuba amenze umyenam andithanda bendimthanda uzuko you lonto bendizithoba kuye kondwa yena akayiboni lonto into eyakundilungela ukuba mandithathe imithwalo yam ndimshiye nomzi wakhe kuba andisakwazi kunyamezela amanyala awenzeya lomntu ndilalele kwezongcinga ndivuke kusasa ndacoca ndazenzela into yotya ngo 10 ndapakisha imphahla zam uzuko ufike enobuso obusindayo kucaca ukuba unebhabhalaza kondwa khange ndimnake ndiqhubeke nale bendiyenza
Zuko : bbe
Sandi : sthandwa Sam
Continue
Linge's pov
Hee ubethile u 5 ndaqalisa ukunxiba ilokhwe yam endithi nca e black ndathi ndalungisa intloko yam ndazibhukuza mntakabawo ndazithi heal yam ephakamileyo ndalungisa abantwana bam bobathathu ndabatyisa sayiqala indlela eya kulo zuko kuba bekukudana kunalapha bendizakuqala edolophini
Kwazuko
Uzuko wethuke ebuthongeni wajonga ixesha iyi 24mn ebethile u 5 ukhawuleze wayo vasa wakhwaza usandi
Zuko : bbe
Sandi : myenam
Zuko : yizovasa sizokuhamba sthandwa
Sandi : hai ungazihambele mntwam mna ndicinga ukulala ndinobuthongo enyinto
Zuko : ndiyakucela kaloku nkosikazi wam haibo
Sandi : ouhk ( usandi unxibe isimakoti sakhe wamhle bahamba nomyenakhe ) baya kwatatakazuko
Kwa takazuko
Ibiyimini enkulu ibilisuku lokuzalwa kukamama kazuko owaswelekayo kwangoku ebephila ebelibhiyozela qho elisuku ngalomhla uthe wakusweleka utakazuko nabelungu bakamamakhe bavumelana kwelokuba bayibhiyozele lemini ukulonwabiswa ngoku ekophezulu
Bekukuhle kungcwele wena calad wena kulla wena mlungu osisibaka zuko makazi he Mani ibiyilonto imiyobo yemoto ibimise phaphandle
Bafikile u zuko nomkakhe bangena
Bavuyelwa bachopha akuphelanga mizuzu befikile wafika ulinge ngowakhe umyobo ebeleke u**y ngemva ngaphambili ubambe amawele ungenile uthe engekachophi naphantsi
Takazuko : hai zuko awumboni umolokazana uyasindwa ngabantwana futhi bayamdakisa
Zuko : benzakubathatha Tata haibo
Lindiwe : yuu akasemhoe oethuna umfazi kabhuti nabantwana bakhe abafana nobhuti hayi ukhethile
Takazuko : hai yoo wamkhethelwa ndim lo umfazi
Zuko : mhh mhh( engasancume mntakabawo kunzima nokuthetha kuba umfazi wakhe ulapha I stress ebenaso sesi soku a utatakhe akhombe ulinge ekubeni inaku usandi ecamkwakhe )
Linge : fuqula u**y mna nzafuqula u gel
Sinovuyo : nimsapha K*m u**y lo westhathu nxapon
Hemani yonke into ibingabantwan linge this ingathi kwenzelwa usandi kondwa kuye kwaqhutywa usuku
Sandi's pov
Hee hai bendingayazi ukuba mandithini
Oko umntu wayemke esithi uzani bhalela eyy limene men lomntu xolweni Mani bantase ukhona into ebendi buise yiyo kondwa ndiyaqala ubhala hok
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Contact the business
Telephone
Website
Address
Nobela
East London