My 10years relationship uthando aluboni
Ibali lam lizakubangentombazana ehlale emtshatweni iminyaka ingomwabanga
Molweni bantase u linge simbhala kwi page yakhe ngoku apha siqhubekeka no my 10years relationship enkosi
Continue ka 27 mjonge kwi comment and opheleleyo
Continue
1year later
Zuko's pov
Ndamkhangela ndancama ulinge besele ndishiyeke nentsana zethu u Olwethu ebendicendisa kakhulu ebengumama kubantwana bam kondwa bekungekho nto ingaphaya ngaphandle kobutshomi bendimfunele nomsebenzi Kula company yam bendimconga suku na suku kondwa bekungekho bani bendizama ukumfumane emsebeni ekubeni ndisazi ukuba umxeba uzakundixelele ukuba ukhuphe I sim card bendikhangela neleta kondwa dololo ukuyufumana eyakhe ndibonile ukuba hai andisayi kuthini ngoba asafumaneki udali mandikhule intsana ezi zethu noko ebengenothanda ukuba ndilahle abantwana bakhe kungene u Olwethu ndikwezocinga inyembezi zizehlela bendibava besithi indoda ayikhali kondwa imeko ebendikuyo ibisithi mazizehlele bendigqala
Olwethu:uyabonake zuko soxabana kengoku khawuphakama uyovasa ubuso ngoba uzokukhalisa abantwana ekubeni nabo bezama ukulibala ngalemeko uzokubuya umfazi wakho nokuba ubuye Nini phakama apho uyovasa ubuso
Zuko: Olwethu intoyokuba mandingakhali ayizomubuyisa umfazi wam
Olwethu: ndiyazi lonto eyokhala Yona izamubuyisa umdala mfo xawumgaka awusazikhathalelanga uziyekelela phakama uziqoqe ubeyindoda uyokuphangelela abantwana bakho ayizokuceda yokuhlala kulo sofa ulinde umntu ongamaziyo nokuba uyakubuyanini
Zuko:unyanisile kondwa Olwethu makhe ndiphakama ndizame ukulibala ndakumbona xa ethe wabuya ukuba uyakubuya Nini kwazo ophezulu kuzokubakuhle ukuba usandikhumbula
Linge's pov
Ndancama ndazicenga kuba bekungasekho ukuba umva ukuba ndifuna ukusidisa ubomi bam mandihlale apha bendihlala ndicinga uzuko oko u khaya ebezama ngandlela zonke kondwa ebengenoze ayithathe indawo ka zuko intombi le indim ikhulelwe and unenyanga ezisibhozo ikulelwe umntana ndathi xandibala ngumntana kazuko ndazixelela ukuba andisoze ndibulalise umntanam ngalendlavini mandithi ngowayo isisu besingako mntakabawo ingathi ndingabeleka nanina ebengasavuyi ukrebe elibale ukuba akanayo inzala yena eyakhe iku Olwethu bezama ukuzonwabisa nangeyiphi indlela k
Bantase ndicela umntu one information ngokwenza I sim swap andiphe plzz ndifumene I foun 🥺🥺
https://www.facebook.com/103571275843289/posts/103595062507577/?app=fbl
Niyacelwa bantase plzz like share and comment
Insert 47
Endleleni eya e Nigeria
Khaya : ungakulinge unditsh*tshe ngoba ndakukutsh*tsha mna
Linge:uyakutsh*tsha oqhele ukuba tsh*tsha ngoba mna andilosana andidingi kuphitshwa into obunosuke uyenze Wena kukundithuma ndikuphathelwe u Olwethu azophipha izilonda ezi zingcwelise amazantsi (khange ndiyigqibe ndive ngomve mpama ngulo undibethe ndatatazela apha emotweni )
Kwazuko
Ndothuke sele ndivuka kusasa andiyazi nokuba behle njani ubuthongo kondwa ndiye ndalala ndimisele abantwana amanzi bavasa ndabenzela I lunch ndabaxelela ukuba bazaya kuya kwamakhulu obuya kwabo esikolweni
Olwethu's pov
Bendigqegqe phezu kwebhedi ndicinga ngobomi bam ndicinga nezinto endizenzileyo ngendiphi ngoku kobomi bam ukuba zange ndizenze ezizinto zinje ndilhakame ebhedi ndaqokolela Zonke isenti ebendinazo ndilungiselela ukubuya ezilalini bendizakuhamba ngo 3:00
Zuko 's pov
Babuyile o kunge esikolweni nndabasa endlini bekusondele ukuba kubethe u 3:00 kondwa ndithe ndifika endlini nomama khange athethe kakhulu ndimnike nje abantwana ndababhayisa
Olwethu's pov
Ndimile e bus stop nda ndalinda ndisuke ndamiselwa yimoto ka luzuko kondwa bendizixelele ukuba andizi kuziqatsa kwaphela bendisafuna ukulungisa ubomi bam ngoba bunjenjenje kungexayoleqa abantu abafundileyo abangandinakanga
Luzuko:Molo Olwethu
Olwethu:sawubona luzuko
Luzuko :umthwalo Pho uyaphi nha
Olwethu :ndiya kwakhaya khulu ndilungisa njee izinto ezicici uphi ulinge
Luzuko :nam ndiyokulanda yena ezilalini ungakhwela sihanbe sonke
Olwethu :kulungile
Apha endleleni ibiyilocoko wethu ndimbalisela ngayo yonke into ebendiyicinga ngobomi bam nento ebendikhe ndazenza apha ebomini naye undazise ngokulahleka kukalinge kuye kwathi qatha into Yamamoto ndimxelel ngayo wothikile
Luzuko:ngoku inokuba bambile umfazi wam
Olwethu :kucacile ngoba ulinge ngumntu olunge kakhulu ebengenoze akushiye ngalo ndlela
Luzuko :uwudinga nyani umsebenzi Olwethu
Olwethu :nyani ndiyawudinga kondwa ndifuna ukuyongeze .
Continue ka insect 46 mjonge kwi comments opheleleyo khange angene wonke kwi post
Continue
Endleleni ebheka e Nigeria
Linge :khaya ndiyakucela Toro bendicela undibuyisele apho ubundithatha khona ndinosapho nam endilundingayo kwaye kwawena udinga nje ugqirha weqonda akhe akuchulachule ngoba iqondo aw unayo
Khaya :ukhona nje nawe bbe uzondi nononga
Linge :(bendinesigqala ngoba bekucaca ngca ukuba kuphinde kwasa ndiselapha kule Moto yalomntu bawo abantwana bam uzuko yena uhambile ukhaya wayokulala mna ndishiyeke ndisagqegqile bebungehli ubuthongo kephofu andikwazi nokuphakama apha ebhedini )
Kwazuko abantwana bebengalali kunye no Tata wabo umama Kazuko ebesele egodukile naye kuba ebeleqa ukuceda abantu bakhe emakahaya
Kunge :sesimkhangele imini yonke namhlanje khawuphinde umzame Yoo
Luzuko :akafumaneki bbe inumber yakhe xandiyi fowunela indixelela ukuba ukhutshwe I sim card
Lihle:Yoo singayintoni ngaphandle komama asikho sizame ukufumana information nakwababantu kudlulwa Kubo xa usiya esibhedlela okanye sihanbe subuzisa ngaye
Kunge :okweskngapji nha ngoba besiyenzile lonto
Luzuko :yizani kutata ayonilalisa lixesha lokulala ngoku wonke umntu ezingubeni sizakumfumana u mama okay
Kunge:uyasithembisa
Kuluzuko :ngumfazi wam lowa ndizakumfuna nokuba ndimfumene kanjani Na ngoko Ker yizani Ku dady (baye bephaphatheka uzuko ubathathile wayokuba lalisa unafundele njee ibalana babe sele Bethe cwaka )
Luzuko's pov
Yhaaa indlela ebendiziva ngayo bendingayazi bendibuhlungu kondwa ndomelele ibimana ukuthi qatha into yokuba inokuba ubiwe kondwa angabiwa njani umntu omdala mhlambe ebefuna ukundishiya ahlukane nam kondwa undishiya njani nabantwana bakhe kufuneka ndiyokumkhangela ezilalini ngoku abantwana ndizakubasa kumama ukwenzela bazokubakufuphi nesikolo abantu bayatsh*tsha mhlambe ibiyindlela afuna ukundishiya ngayo kondwa bendingekayifaki yonke lonto eqondweni bendizibuza ndiziphelendula kondwa Lingelihle undenza ntoni bendisajonge lukhulu kuwe nawunokundishiya ngalendlela mna ndiyakuthanda and ndizimisele ukuphila nawe nab
Insert 46
Endleleni
Uzuko ebezimamelel umculo wakhe eyokujonga umkakhe esibhedlele uphuma emotweni waqonda qo esibesibhedlele umjonge macala onke kondwa uve kusithwa akakhakhe aqalisa ntuu ukulibeka elakhe inyawo apha esibhedlela namhlanje kwangona aqalayo ikunyukelwa ngumbilini umzame emxebeni kondwa akafumaneki umjonge kwi ndawo zokutyela Zonke akafumaneki uye endlini ngelithi inokuba uzakufika kusasa mhlambe kukho apho aye khona kondwa akhange abuthi vuu ubuthongo ntuu
Endleleni ebheka e Nigeria
Linge 's pov
Ndinyuse intamo xandibhekabheka ndibona I khethinisi bekungekho kwam ntuu apha Mani bakhona bendibona luzizi nduse dom ndive ngezwi eligqindilili lisitsho emveni kwam
Khaya:abakhe babonana bayaphinda bonane futhi
Linge :(bendingakwazi kubheka kondwa ilizi Eli Lona liqhelekike )
Khaya:No bbe ungabheki nzokuzela andifuni ulimale sthandwa Sam
Linge :(yuu bendimicile ingathi Kanti lelilizwi ndilaziyo Eli kondwa ibililo uze sekesonge izandla ukhaya ihlobo ebendimonyanya ngalo ebencume eyilonto ibingase ndim bambe ndimkrwitshe qha kephi ndi cekeceke yilanaliti
Khaya:hayi bbe sukubanjalo andikuthandi unjena mna ndikuthanda ucumile alk mama wabantwana bam
Linge: Khaya undifuna ntoni nha mntanomntu ngoba ndakunika ubumna wabivithiza ngoku uyabuya uzondixutha olunye ulonwabo kaphinde
Khaya :sesingaphinde sonwabe futhi bbe ndiyayazi ukuba ndibengumntu orongo nozicingela yedwa kondwa ke ndutsh*tshile ngoku Linge
Linge : usazicingela wendea uthini ngomyenam Lo undixhuthe kuye uthini ngabantwana bam uthini ngomsebenzi wam
Khaya :ndifuna siqala izinto kakuhle nje undivile abantwana abatsha abangabam uthando olutsha umsebenzi omtsha kubekutsha nje
Continue
Intlungu ka Lingelihle
Kwa Linge
Bekusemnandi kuyilonto iqhubile imini yabo kumnandi endlini bekungekho nto ingekhoyo no Lihle ebenwabile kuyilonto I chommy kumnandi
Endleleni
U Olwethu ebeshwabula yendwa kwezonzulu zobusuku ukuba kuzakunyiwa abamazi kakuhle kwelo hambo lwakhe udibene ne truck ibikhwele o Khaya ubecela I haik kuba klk ungulo ebengenayo Kwale yokujika imali
Olwethu :ndicela I haike nobhuti ndiyayicela
Wandile :Xolo sisi siyaleqa sicela nje Wena usiphe I dlela eya ngakwalinge thina sizokunika I Mali to haike
Olwethu :ingabe Kanti nicede kakhulu (ubanike I details Zonke bamnika imali bamshiya eme apho)
Olwethu:inoba Baya e Partin nge truck Hai wethu ndiyifumene imali yokhwela mandihambe
Kwa Linge
Bekusele kumke wonke umntu kulelwe u zuko uvuke kwakusasa esithi kukho apho aleqa khona uzakubuya laiter khakuthini uhambile
Ulinge uye wavuka emveni kozuko kuba ebesiya emsebenzi uvuke wavasa walungisa into zakhe washiyela intombi zakhe imali yotya
Maka Zuko : uqhaphele ingathi ikhona ezakwehla ungaphenduli kwamntu endleleni yakho uvile
Linge:ohhk kulungile mama nzonibona laiter
(Khange ndiyifake qondweni into yokuba u makazuko uthini klk uyathanda ukuthetha naye
Okhaya
Khaya :majita nantsi lemoto ka bbe iphuma
Wandile :yiyo mos Lena
Khaya:emveni kwayo majita sizohambani isende indlela esizakuyihamba
Linge 's pov
Ndithe ndisathe haibo ndimiswa zi traffic xabekuthini
Wandile :uxolo sisi cela usiphumele kuba imoto yakho kufumaniseke ukuba ingcwele I grugs ngemva
Linge :Hai inoba uyangula Wena iza ndikujonjongele akho kwanto e buthini yam iza(ndiphume ndibhabha ndiyojonga emva nithe xandivulq ibhuthi ndeva ngo cutsi ibiyinaliti ndithethe nje kabini kathathu ndecwaka
Kwalinge
Uzuko ufike ngo 10ebusuku ufike kusabukelwe umabonakude
Kunge :haibo kutheni angade abuye umama ude ubuye kuqala kunaye
Zuko:uyalibala ukuba unyoko ngugqirha ngoko Ker inoba ikhona into a buise yiyo kondwa Ker yithi ndivase ndiyo kumjonga
Insert 45
Bekukuhle kwa Linge kuyilonto zibhaluni yii kuhle kungcwele abelungubakhe basebenzi nditsho no anga aba ibiyilonto u Olwethu ungene kunjalo Sana ufika waqakula iglass ye wine njengamntu wonke wayithi sipha kuye emqaleni abanye bebejonga kuba kaloku bamazela Kula video yena ebengabethelwa kwa ngu Z mntakabawo
Olinge baqale kwa kfc baziminca baphathela abanye bayibetha yaqumacebheka endlini bezityafele bafike sele kuqala ubamnya kondwa bekufani apha eyafini bekungcwele ama descol light kuyilonto
Linge :kwenzekani nha kwam upipizise imoto kuba i. Gait ibivaliwe
Phakathi endlini kuzimele wonke umntu ngapha kwetafile ubonile ulinge akuvulwa wathuma lihle ayovula bangenisa imoto bayipaka bathi Chu yongena endlini kephofu kwalapha endilini kuvaliwe bavulile bathe gqi ngo welcome Lihle wethu omkhulu edongeni
Lihle :wow akusekuhle yuu
Abantu baphume ngapha kwezo tafula bamjula nge bhaluni besithi welcome ulinge nolinge bebesamatsheke bejonge lento intle kanga u Linge uve ngamanzi abandayo entloko xake bheka uzuko uphethe I 2OL yamanzi yo akabaleka sekwtshizwa kusithwa happy birthday bekumnandi esothuka nabantu ephiwa zigifts kuselwa kumnandi u Olwethu ebengeka qatshelwa noba ukhona
Enjele
Bade baphuma o Khaya ebesuku kufike imoto yabathatha bayokwenza I haist ngokuphaka itrakhi yemali ukwenzela angazibe aphinde alibeke ekapa kwakunye nekosikazi yakhe
Kuthe kusemandi sekevasile ulinge no Lihle nabo bebahle wanguqa uzuko ephethe I ring ngeli happy birthday ndicela unditshate Linge abantu bebengxola yes uphakame apho u Olwethu wakhwaza :Hai Hai zuko bbe uyakuthini ukutsha enye intombi ekubeni ungumyeni wam ndidikiwe kumana ndikufihla
Abantu:Yoo sebekho mfazi wolwimi khawukhe uyeke abanye bonwana ebengxolelwa ngumntu wonke ngexayalonto abanye bembetha ukhutshwe sele ephakuphaku phakathi kuba ebekhatywa ngumntu wonke eneyibhola impahla ikrazukile uphinde qwakhwaza ephandle
Olwethu:andenze njalo kemna ndingu Olwethu Kanye
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Website
Address
Nobela Street
East London