KwaMjoli sidla intelezi
I am a traditional healer with indigenous /plants
0639230793 WhatsApp yafumanek
Shout out to my newest followers! Excited to have you onboard! Bhulangwe Mnyamana Fola, Zolani Singqumba Ta Zet, Mkutazi Ka Ngozi, Siikho Ck Mzayifanii, Ticoz Ndamase, Qorana Xolani
063 282 4343 yafumaneka ku whatsapp
0603131355 whatsapp & calls 24/7
Ngiyatholakala 0663255340π«β¨β¨ππ―οΈπ―οΈ
Makuphilwe ππΏπ
Molweni bakhonzi bakwamjoli bendisacela umntu atsho kuthi ndihlanganisel muthi wanton bese rhuma ngo moya R5 vodacom worse laba bakude amen
Molwen ndiyazibulisela pha ekhaya ππ kwa Mjoli ngobu busuku ndisithi abagulayo mabaphile abangaphangel mabaphangele
Nantsi intelezi yokugeza umzimba
Sthithibala
Iphamba
Chithibhunga
Isigqiki somkhovu
Untonga zibomvu
Mayisaka omhlophe
UZkhaleni
Umangolwane
Yenza kanje hlanganisa konke fake kwi 20l bhakhed galel manzi ugeze not once ngalo lonke ..Ahh THOLE LEBHACA
Bantakweth ndini xwayise mntu nomntu makaqiniseke ukuba ukhuselekil okholwayo ayilandel nkolo yakhe kubi okuzokwenzek klo mhlaba sikuwo plz plzπ
Kuno muthi ekuthiwa ngu mwelela umuthi onamandla kakhulu mawuhlanganise kakuhle mna ndyawusebenzis kwizikhafulo, kwimithi yoxosha bathakathi, kwimithi yoshaya amasela ....ahh THOLE LEBHACA
Wena ulibala maphupha ,pheka impepho uyidibanise no ndlela zimhlophe fake matshini tshini uphunge okanye wena ungaphuphiyo camagu AHH THOLE LEBHACA
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Telephone
Website
Address
Cambridge
East London
5201