Hicdarm Trading Pty Ltd
All chemicals
Zifundiseni ukuya emakhayeni wenu imfuyo ningayithengi kwezinye iziduko Kuba abantu bakhulisa iimfuyo zabo ngendlela eyahlukileyo
Noko siyagezeleka okanye asixabisekanga avele njeee Eskom acime umbane ekuseni nangoku awukabuyi
Kodwa into endahlula ngokuhlala elalini inye kux**a ubhuti or sisi eskom asuke acinge ukuba yena makathathe umbane susela ekuseni sekusondele ukuba ubuye ngoku izinto zethu ekumele ukuba sizilungisa ngombane uthi masithini
11/06/2026
Ndikhe ndive kusithiwa inyathi ibuzwa kwabaphambili, kodwa ntozakuthi usuke uqonde ingathi lona ungaphambili akhange tuuu ayibone
11/06/2026
Iibhokhwe ziduru elitakane silifumene nge R3500 masifuyeni ntozakuthi nokuba awuhlali zilalini
Ndim nd
Bazali sanukoyika ukuthetha nabantwana benu ngokwabelana ngesondo Kuba bayafunda ngazo ezizinto eskolweni wenzela nokuba ayazi ukuba akanakuqalisa ukwabelana eneminyaka enje ngoku nitsarhwa nazikofu umntwana x**a ethetha nge condom tsiii hayini
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Contact the business
Telephone
Address
675 Lundi Street Ginsberg Location
King William's Town
5600
Opening Hours
| Monday | 09:00 - 17:00 |
| Tuesday | 09:00 - 17:00 |
| Wednesday | 09:00 - 17:00 |
| Thursday | 09:00 - 17:00 |
| Friday | 09:00 - 17:00 |
| Saturday | 09:00 - 17:00 |
Alerts
Be the first to know and let us send you an email when Hicdarm Trading Pty Ltd posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.