Inuka products
This page is about selling products like perfumes, hair food etc.
Molweni yheeeyi Inuka wenza kakhulu ndithi bendixakwe licebo umtana bezophuma nesikolo izolo biyi 19 moss leave kufuneka Mali yohamba phele be 15 s**a kwathi gqiii ABANTU bezibhatala 460 NCAA's k*m ndilindele Inyanga klk babhatale qha kuba abntu bemthanda Inuka yiva Sisi xa bhatala uthini 🥰😂sis ndicela undi odele foundation lento ndibhatala Eli ndenzela xakufika le order ndibesendibhatala Yona heeee k*mnandi yayiva ndatshi ndakhupha 250 yomtana sahamba nesikolo ayithi lonto xa ungaphangeli akukhonto noyenza tshomi bawo mandinibonise lemali thetha ngayo😂😂🙈
Molweni ekhaya kwaba interested bethuna nantsi number ym ka WhatsApp 0718389076 ungasheki ukuba ufuna thengisa Inuka siyahamba thina
Kubo bonke aba interested ngo INUKA ndiyafumaneka ku WhatsApp sincokola nanzi 0718389076 if interested uzuthi HI Kuwhatsap
Masi joneni klk betuna singadingiali ye Huggies yombane u Inuka wenza kwenzeke suhlalanje ngenathemba lanto lemali incinci unayo khawuzame izozisa eninzi andifuni ukuthi thengani ibendim ndodwa ogeyinayo masithengiseni sonke zihlobo zam masakhaneni kuyalunga kwelikhaya
Kuyasebenzeka ziyeza orders zenu bnt Bam masisebenzeni sinzimali asidlali
Inuka Yi company ethengisa
*Perfumes, Lotions, Sunscreen,Roll-On,Hair products,Tissue oils,Nails polish,Make up,Skin care, Lipstick
**How Do You Join on Inuka
*Ukhupha I R600 ye small kit Kule kit kuphuma
**18 samples (12for perfumes 4 for Lotions 1 for Tissue oils and 1 for miracle oil)
2 Perfumes (we sell them for 180 enye nge 260 which means Yi 440 xa uzithengise zimbini
Inuka kit bag
*Inuka Pen
*40 Brochures
*10 Order from
*10Registration form
*20 testing perfume strips
*20 Business card
* Colour stay nail
* Polish chart
HOW DO YOU MAKE MONEY ON INUKA
*We buy Inuka products cheaper and sell at profit for example la perfume wena uyithengisa nge 180 Kwa Inuka uyithenga nge 130 leya ye 260 wena uyithenga nge 185nezinye ke products sizithenga nge discount as a ** NEW MEMBER
When you reach kwi level ekuthiwa
**Junior level*ofika kuyo ngokwenza u
*20 PV/ points*there will be R10 discount Kei products Zonke which means you will no longer buy perfume ngala R130 umzekelelo uzoyithenga ngoku nge R120 nezinye ke zehla nge R10 kwimali bukade uzithenga ngayo
*UFIKA NJN KE KUZO PV /POINTS
* ku 20 points UFIKA ngothenga iproducts or ngoku joinisa ABANTU phantsi kwakho yayaz Moss every business is a bout recruiting bt ke if you not good in recruiting u can just focus on selling Qha *you are not forced to recruit
*So I perfume eyi 1 oyithengisayo is equivalent to 1 point iipoints zethu ke sizibiza ngoba zi PC's( point value)1perfume=1 point value which means if uthenge 20 perfumes umenzile u 20 PC's ngenyanga or if uthenge 15 perfumes and recruiter 2 PPL ufikile ku 20 Pvs bcz umntu oyi 1 ngu 2.5 point
Once lamtu a joined phantsi kwakho ele esenza iipoints nakuwe ziyabala hence Kulula ke udlulela to the next level in one month umzekelelo ndizokubalela ilevels zakwa Inuka
*New member
* Junior 20 points
Senior 45 points
*Paarl 95 points
*Ruby230 points
*Emerald 580 points
*Sapphire 1950 points
*Diamond 5000 points
*Double diamond 10 000 points
*Triple DMD 20 000 points enkoc
Masithambiseni sibebahle yitsho nje oyidingayo ndikona noba ufuna joiner ndikhona betuna
Inuka products Send a message to learn more
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Contact the business
Telephone
Website
Address
Buyelekhaya
Malmesbury
6209
Alerts
Be the first to know and let us send you an email when Inuka products posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.