Gogo Lavisa Jr. Inyangi The fixer Wushe Mjoli
Im a traditional heaaler. Dealing with health and Psychological and social problems. I do cosultation using the bo es.
Thokozani thokozani boo Gogo noo mkhulu ndiyavusela kanjalo. Andinqabanga ngakuthanda kule group bubu busy. Kodwa xa undifuna ndise Kapa e Phillipi
WhatsApp: 0832169866
You can call the same number.
Makwande
Mabaphile abantu
Thokozekani
Thokozani boo gogo noo mkhulu. Ndiyavusela ndingakhethanga bala la dlozi. Ngu Mndawa Mndiki ngu Mnguni. Ngamathetha ntungo ngabalozi ngamaNono. Ngu Camagu ngu Makhosi.
Ndixolisele ngoku soloko ndingabinakali Kule page.
Bantwana basekhaya ndithi makhe ndicacuse apha.
Xa ukhathazwa yimpilo, izingulo nje ezikusokolusayo zingade ziphile. Ifamily or wena Uncame uye emntwini oligqirha or umthandazeli. Ze iindaba zakho ziveze uba unobizo lwabadala( kufuneka uthwasile ngeliphandle). Kuba ke imeko zemali zingakuvumeli, ndigqibe uba nail Khaya UBA mawungxengxezelwe. Fine wenziwe ke lo msebenzi.
Into emaniyazi xa ungxengxezeza ucela uxolo, awuthi " wandiweza ndidlulile apho". Ucela uxolo Kuba usaqokelela. Ngoku umqokelelo wakho uthathe I 2 - 5 years. Yhooo lide Eli thuba. Bazakubuya abadala bongeze more iingxaki nezigulo, kuphele misebenzi, kwengezeleke izingulo, kuphele zimali, kuvaleke ebomini bakho kube mnyama. Ukhule uthi Abantu abadala bakuyekele, ulibele UBA ubuthe Kubo , " ndivuke ndicela nindilinde". Nabo Abantu abadala bayadinwa kukulibda into ende.
Boogogo noomkhulu ndithi I Ni namhlanje, LUNGISA INDABA YAKHO NABAPHANTSI KUBA UTHUNYIWE
bakuyekele
Iphutha lisekubeni
Thokozani boo Gogo noomkhulu ndiyavusela ndingakhethanga bala la dlozi.
Ndithi mandinikhumbuzenge bhafu yokuvula unyaka, iibhafu ye ntlambuluko
DATE: 05 October
VENUE: 4507 Desmond Tutu street Phillipi
TIME: 07 am till 12pm
CELLPHONE: 0832169866 call and WhatsApp
Baphile abantu.
Thokozekani
Thokozani boo Gogo noomkhulu. Ndiyavusela kanjalo ndingakhethanga Bala laDlozi .
Boo Gogo noo mkhulu. Ndinazisa nge ntsebezo ye bhafu yentlambuluko .
Njengoba Thina kwinkolo yesi Ntu unyaka wethu uphela ngo September. Ngo October Thina siqala unyaka.
Ithi ke Lo nto sizobe sine bhafu likuvula iintlahla zakho.uphaha I R50 yokhamyisa ne R2 edibeneyo yokubulela umsebenzi.
ADRESS: 4507 Desmond Tutu street village 4 A Phillipi
For more information you can call or WhatsApp
0832169866
Thokozani boo Gogo noomkhulu. Ndiyavusela ndingakhethanga Bala la dlozi ngu Mndawa ngu Mnguni ngu Mndiki ngama Nono ngoo Camagu ngu Mkahosi. beSithunywa esindilondolozileyo ngamaxhesha onke.
Bantakwethu akukho nto ndizanayo qha kuthi nje Xa undifuna sukoyika ukundi inboxer or undi WhatsApp e.
Ngokuhla ndilapha e Kapa e Phillippi ko48. Ndiyahlola ndiya Nyanga ndikwayiyo ne lay counselor
N**i I namba Zam zika WhatsApp
0832169866
Makwande
Mabaphile Abantu
Ndawuwe makhehle
👋👋
Thokozani boo Gogo noo mkhulu. Xa unengxaki ngempilonyakho, sukoyika uba bazakuthi I Abantu. Abantu baxakene nezabi wena phakama uyizifunela uncedo kungekamoshakali kakhulu empilweni yakho
Thokoza I boo Gogo noo mkhulu. Ndisekhona Xa undifuna ungandikhangela Ku WhatsApp kwezi numbers 0832169866
Ndawuwe makhehle 👋👋
Thokoza I boo Gogo noo mkhulu. U Sizolwethu Traditional Healers was celebrating 10 years. Yeppppppi.
Khiladi Mpande Yama Z**i khula
Ndawuwee makhehle
Thokozani boogogo noomkhulu ndiyavusela kanjalo. Ndisekhona qha tile network
Nibe nemin'emnandi
Thokozani boo Gogo noo Mkhulu. Nisaphila phofu kwelikhaya.
Kha uze nombuzo wena uthi le yoba kuthiwe ndiyathwasa andiyifuni and andinamali mna.
Or unayo imali qha awukabikho ready.
Thokozekani
Lesedi
Makhosi
Camagu.
Ndiyafumabeka apha
#0832169866
27/08/2022
Thokozani. Siyajabula singabantwana base Sizolwethu
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Telephone
Website
Address
CAPE Town Phillipi
Philippi