Uzundikhumbule Wakulungelwa
This page is for giving people a advices about life charlegies
Nikhe nimve u "Njenge bhadi libhadula" xa efika kula verse ithi "Zaphalala inyembezi ndakuba ndindedwa, ndakucinga ngabaninzi abangasekhoyo, kuba namhla ndinje njenje ndililolo apha" it Hits Hard💔. Then uqale ucinge all the good times you had with people who are no more 💔, Ai umhlaba uyafihla benana.😭💔
Not wonke umntu ohleka naye ukunqwenelela okuhle mntase bambe NGO Haziba iyophelaphi Na le acinga uyayizama? Bambe bacrose fingers ukuba ungaze ufumane BOM obungcono bambe bakunqwenelela ingcwaba Kodwa andithi yithin endizama ukutsho nje kukuthi iminqweno yakho nengcinga zakho onazo ngobom bakho sukuzikhuphela ngaphandle khawubene connection noThixo wakho❤️
Thinga ngabanye saphuma sishwatyulelwe emakhaya ngabantu abasigqungileyo kwathiwa soze sibento😥💔.Abanye sebemane bebuza ebantwaneni Babo ukuba "nimgqibelenini la Pumla?" Sebekhathazwa nakukubona sonwabile 💔😥abalali ngoba bafuna silale kobandayo 😥😭abaphumli ngoba bafuna siphumle ngoxolo😭💔.Siyazama basileqa ngeempundulu 💔😭.Imali iphela ezandleni ngoba bayinyanga ukuba inyamalale siyiphethe😭💔.Bakugqiba bamise ngokungatshintshi iimeko zamakhaya wethu kodwa besazi ukuba bangoonobangela💔😭silwa impi nabantu singabazi silwa iintshaba ezahlukeneyo 😭💔.Abanye basizondele iintsikelelo ezisuka emazulwini .Silandelwa ngamazwi athi "Kazi uyophelelaphi,😭💔Uzenzangconogqitha😭💔,Ave ephapha 💔uphakamile😭,Ndizombonis'abantu,Akazubanto 😭💔"uthi usafika kowenu usuka kude lapho uphangela khona awukabuzi nempilo sekufika laaaamakhelwana ezoboleka I R100 kanti uyoyinyanga 💔😭😭Thixo sicela amandla bayasigqiba abaphathi behlabathi🧙.
Inkunzi kukuzazi❤️
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Contact the business
Telephone
Website
Address
Phillip
Philippi
N/A