Ndakwenzani cc wam
Igama lam ndingu alive ndizakuli qala ibali lam ndina 12 .. umam nomawethu utata ngu sbusiso
Molweni xolweni ngo nqaba ndibuyile ngoku โกโก
Siye sahamba nalo buthi kuthulekile safika k*mzi omhle omkhulu obonakala ukuba kuhlala izityebi zodwa sangena ndafika kukho umamasemdala but not kakhulu noba pha ko 43 kunye notata pha 50 apho nje
Aphiwe: mama lo ndihamba naye ngu sanelisiwe
Mama: savvy ukwazi sane mntanam
Bekukho nomntana ke obulingana nam uyintombi
Aphiwe : linathi thatha u sane umse kula kamire isper
Lunathi: ohk tata
Sahamba no linathi
Linathi: molo.
Mna : molo nawe
Linathi : ufunda bani girl
Mna : andi fundi
Linathi:ohk cc ..ngena bafini zaba rtt nzaku zisela ukutya nento zo thambisa
Ndasheka nhlamba waza.nento yothambisa .ne pijam ndanxiba wabe eze nokutya ndatya ndalala
Ekuseni..
Linathi: molo cc
Mna : molo yuu yavuka sewuvukile
Lunathi: klk mama aka mfuni umntu olala kude kuphume ilanga
Uyewaphelu nyaka nhlala emzini kunge mnandanga tu ..nahlamnje bekungo mqibelo ndivuke bdondluli bedi kuba bendi lala ndodwa ohh ..umyeni wam bekeneminyaka 26 beke ngandithandi neye qha vendinyamezele
Ndicoce ikamire yam ndahlamba ndaya ebantwi ..apho besi hlala khona besise mthatha .ndiye ebantwini
Mna: molweni
Bona: cwaka
Ndahlala phantsi
Mamazala:ee ..makoti kofuneka ngoku usizalele abantwana
Mna : cwaka
Tatazala: umvile kre umama walapha utheni
Mna: ewe ndimvile
Tatazala: okay ukuqala ngoku uzalala no mkhwenyana lo
Myeni: kodwa Tata ukhona usanelisiwe umtwam
Tatazala: yey wena asizuva ngawe apha
Uphakame wahamba utatazala
Ndsheka ndihlambi zitya ku the kubetha u 6 ndalungiselela u phkela isophoro ndapheka ndaqiba ndphakishe yonke ethi mna ndayiphumisa nge festle ndayophaka ndbaxelela ndiyolungisi bedi bavuma
Ndifike ndahlamba ndaphuma nge festile ndabaleka ukuya ngasezi motweni kwabe kuthi qi I Moto emhlophe ekhwele ubuthi omhle onemilebe e pink
Lo buthi : molo ntokazi uyaphi ebusuku kangaka
Mna: ehh...
Lo bhuti : khwela cc
Mna : ndiya aphe dolophini buthi
Lo buthi: kuhlwile ngoku khwela uzaske uvuke ekuseni kwam uye
Ndiye ndakhwela sahamba nalo buthi
Lobuthi : ohh igama ndingu Aphiwe
Mna : ndingu neliswa buthi
Aphiwe: ok kentombi ungowaphi
Mna : cwaka
N qununu:uthi kwenzekani kuwe mtanam
Neliswa:umrs undi xothile eklasini yakhe uthi ndiya mnukisela
Nqununu:Uhlala no bani kowenu mtanam ingabu khonu mtu omdala
Neliswa:ewe ndohlala no cc wam(ndisho ndi jonga phantsi)
Nqununu iye yaphuma okwe xeshana yabuya sele ihamba no Mrs pay
Nqununu:Linda uthi lo mtana umxothe eklas...(engeka qibii no thetha wam qa wula)
Mrs pay: uya xoka lo uvele wa phuma eklasini yam ndisa fundisa oyini ndingathi ndim xothela ntoni
Nqununu:ithini lento kanti uthi umtana wena uthhe uyaku nuki...
Mrs pay : hayi uya xoka
Mna:ubu shilo Mrs
(Uye wathi I nqununu Mandi goduke ndibuye ngomco.... ndifike endlini Ku mdaka ndiye nda clina kwa bethi moya ndaya emlanjeni nda kha amanzi .nda pheka ukutya kwa late ndabe ndi linde ucc kazba uphi beku siya ku kratyela kuthe pha ngo 8 wabe sele ebuyile enxile)
CC: njakazi ndini to mtana kuthini unga phekanga
Neliswa: hhayi cc ndi phekile
(Ndiye nda phaka ndam mnika watya waqiba ndahlamba izitya ndashona kwelam igumbi )
Ekuseni ndenze njengesi qelo nda qiba nda hamba khange l**e lubi usuku lwam namhlanje ... Ndithe ndibuya ekhaya k*mi polo ezi mbini kuye kwathi qi ucc sele encimile waza k*m wathi mandiye ekamreni yakhe ndiyonxiba imphahla expemhla eziphezukwe bedi.... Ndithe ndifika kukho ama jerimane hyabo ucc uyandi thengisa yhoo ndazi bona sele zi phuma inyembezi)
CC:akuncedi ukhala kuba ndiphelelwe ngu msebenzi so wea nxiba umyeni wakho uku lindile
Neliswa:cc uyandi shatisa ndi mncinci ka ngaka๐ญ๐ญ๐ญ
Part 1
Vuka wena' njangobu libelu lala apha
Sisi:hule kazi lo mtana vuka
Neliswa: ndakwenzani cc lento undi zonda kanga ka ๐ญ๐ญ
Sisi: ucimba ndiku khatalele wena khawu vuka ndifuna amanzi wam wohlamba abe sele e shushu kunye ne si dudu
Neliswa:๐ญ๐ญ๐ญ๐ญ
Sisi: hamba uyokha amanzi emlanjeni njakazi ndini
(Nda vuka nda beka amanzi okuhlamab ka cc ndayo mnika ndabuya nda pheka isi dudu nda thatha e peyli la manzi ndayo kha amanzi ndabuya ndahlamba .... Keyena ucc beke sebenza kwa ShopRite bendino mhlobo ongu Anathi ebesazi imeko yam ..ndaya ekolwen)
Kwabe Ku ngena u Mrs
Mrs pay: yewuthu neliswa kutheni wasoloko umdaka uyasi nuki sela khawu phume aklassini yam
Class:๐๐๐๐
Mrs pay : ndithe phuma (ndiye ndaphuma ndayo hlala phantsi komthi ... Ndithe ndisa hleli kwa qitha I nqununu yesokolo)
Nqununu:wahlala phantsi komthi kutheni unga yofunda nabanye abantwana nje wena
Neliswa:๐ญ๐ญ๐ญ๐ญ
Nqununu: ndilandele cc yiza ngapha
Hey guys nza ku bhala ne
Umama wandi shiya ndi na6 bendihala no cc wam ona 25 imi nyaka
Uyeza part 1๐ค๐ค
Gama neliswa simth ibali lam nzali qela ndina 12 yrs
Ndizalwa nolunthu smithi no xolani ndlovu
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Telephone
Website
Address
Khayelisha
Sea Point