I balilika Ayola
Emihle
.iilove iiew all guyyz..😍❤️🤗😘😘
ibali lika Ayola
Insert 2 💔😭
Hayke siye sathutha sayokuhlala nomakazi emzini wakhe bendilaliswa endlini esecaleni ndayekiswa iskolo ndivuswa ekseni for ufeeder imfuyo hay kodwa mamiya undenzile ngokumka kwakhe💔bendinyamezele couse bendingazuhlala ndedwa ndiye ndahlamba ndanxiba white shirt newhite Jean ne all-star emhlophe ndathunywa eShop ndadibana nenye ibroh
him:hi
Me:ellw
him:njni
Me:rytt wea
him:rytt nm anyw
ay cel'igama
Me:Iminathi but I'm also known as Imi
him:mn ngomjolo.
Ibali lika Ayola
Insert 1 💔😭
Me:molweni aphe khaya
Makhulu:Ewe ke ntombiyam.
Yhoo besthandasonke ke umakhulu wam ingxaki ibingumakazi ebefuna kuthandwe abakhe abantwana bodwa❤️😭kodwa ibingakhethi yona intombi kamaMiya ebendithatha njengontondo wakhe
Makhulu:vuka uye eskolweni wea
Me:Hayibo ekseni apha makhulu(haybo ndothukile🤨 umakhulu ebeqala undivusa ngel'xesha)
Me:ouhk kulungile ke mamam bendingafuni bah makathethe kakhulu
Makhulu wamisa amanzi ndavuka ndahlamba umzimba ndanxiba ndaya eskolweni👗andifuni noxokaumzimba wam ubungekho mnandi tuu kwaphela bedubekile ndingathethi namntu eskolweni
saphuma ke iskolo ndahamba ndedwa
Me:(Xa ndifika endlini kugcwele ngabantu umakazi uyalila😭umakhulu akekho)
Me:Kwenzeka ntoni uphi umama bendisithi mama klku ndava ngomnye mama was next door wandibiza wandihlebela wathi mntanam umamiya usishiyile
Mna:andakwaz no linda ndakhala😭bendingayazi noba ndithini akho themba xa ndishiywa ngumamiya
Imnkile intombi kwaMajola.💔😭
Igama lam Iminathi ndihlala nomakazi wam onabantwana abane(Zimi,Ako,Hlulela,Luphelo)phofu ndandihlala nomakhulu wam mama wam andimazi .💔😭😭
Molweni bethuna Hlala Ndevana Igamalam Ayola
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Telephone
Website
Address
Somerset West
NIKILITHA
Alerts
Be the first to know and let us send you an email when I balilika Ayola posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.