UBOMI

UBOMI

Share

Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from UBOMI, Health/Beauty, Tamboerskloof.

05/08/2022

Endiyibhala apha ayifuni umntu phola entloko ngoba andizongaphali umna

UBOMI Send a message to learn more

31/07/2022

UTHANDO BENDIKULO

YAZI KWATHI KE SISATHANDANA NOMAMA WABANTWANA KWAK*MANDI KE CZ SASINGE NABANTWANA SIVISISANA KE BUT KWATHIKE NGENYE IMINI KWAPHONA UMNTU WAYENAYE KE LOMINI SASIHLELI KE EBHEDINI KE KWABAKHO INTO WENA ANGAZANGE INDIHLALE KAKUHLE KULENTETHO YABO BUT KWABAKUHLEKE SATHANDANA KE KWATHI KE WAMITHA KE UMNTU WAM SAHLALA KUNYE KE K*MANE KE KUSENZEKA AMAPHUTHA KOLUTHANDO SILUNGISE KE KULUNGE YAZI NGALE MINI KE NDAZIBONA UKOMELELE NOK*MAMKELA UMNTU NOKOKUBA KUNJANI EBOMINI BAKHE BUT SENZA KE IZITHEMBISO UKUBA KE AKUSOZE KWAHLUKWANWA NOKOBA SELE KUNJANI KWATHI KE SELE UMNTWANA EZELWE KWAMANDIKE SIBAMBISENE KWAFIKA KE IXESHA LOBA NDIYOPHANGELA EKING WILLIAMS TOWN SENZA KE NALAPHO ISITHEMBISO SOBA SOLINDANA KE ISIZOJOLELANA SATHIKE SIPHUMA NGENYE IMINI KOWABO KUTHI QHI ABANYE KE OBHUTI BEZE NGOMSENENZI ECRADOCK WE SECURITY NAVELA MANI NDAFIKELWA YINTO ETHI MANDITHI KUYE UBBY BA IZINGATHI KANTI NAWE UZOTHANDANA KWABABANTU BAFIKAYO YEKAKE UBBY UKUTHI K*M UMNA ANDISOHULE NDITHANDA WENA WEDWA NDAQONDA HAYIKE KUHLE KE MOC NDAHAMBA KE NDOPHANGELA EQONCE KWATHI MANI KUNGEKHO KUDALA NDIPHANGELA KWANGENA UCALLBACK UTHI YIZA APHA NDOTHUKA KE HAYIBO AND UNGENA NGO9 EBUSUKU AND KE NDISANDOBUYA EMSEBENZINI NGELOXESHA NDIQONDE MANI MANDIBUZE UBUWENZELA UMNA LO CALLBACK ATHI YENA BENDIBHALELE UZIKHONA HAYIKE KUBERYT KE WAFUNA KE UNYUKA EZE K*M NDAZAMA KE INDAWO YOKIHLALA CZ NDANDIHLALA KWABHUTI WAM BUT KWABE KUKHONA MANI UKUNGATHEMBI KE K*M CZ UMNTWANA WAM WATHI KE BESANDOFIKA EQONCE K*M NDAMUVA NDIBUYA EMSEBENZINI ESITHI MAMA UBHUTI IMOTO MAMA NDABUZA YIMOTO ETHENI LENA NOBHUT AKHALA NGAYO LOMNTWANA WATHI UPHENDULA UTHETHA NGEMOTO KA BHUTEYI MANI LOMNTWANA KUNHABIKHONTO MANI NDITHE NDISAHLELI EMSEBENZINI KUTHI QHATHA INOTO YOKUBA HAYI MANI UBHUTI LONA LOMNTWANA AKHALA NGAYE INOBA YINDODA KAMAMA WAKHE NGOBA WAYEMANE EFUNDISA ONANA UKUBA NDINGUBHUTI SO X**A BENDIBIZA BATHI BHUT NDIQONDE ANDIZOTSHO KE KUYE BA NDIYIFUMENE LENTO KABHUT KWENZEKE KE NGENYE IMINI

02/07/2022

UKUBA BEKIHLEKISWA NGAWE UBOKHE UYEKE BAHLEKISE NGOBA ENDIKWAZIYO UTHIXO UTHANDE KUBENJALO NGOBA KUNABANTU EBEBEKU THANDA NYANI KODWA BEPHELE NABO BESENZA INTLEKISA NGAWE SO THULA UBUKELE AKUZUHLEKWA EBEBE KADE BESENZA INYLEKISA NGAWE NA NGOBA KUZOBA NGATHI AKUZANGA KONAKALA

11/06/2022

Ukuzimela kubalulekile ngomba ngomso ubayintlekisa kuba ungenanto x**a uzimele uye ubone ukuthi noba ndingenzani akhonto ikufaka ekuthetheni ndibulela abo bazimeleyo ndithi makusuke ubumnyama kuvele ukukhamya

11/06/2022

K*MANDI UKUZAKHA NGOKUNYANI SEKILEYO UKUZE KONKE OKWENZAYO KUBUYE KUKUFANELE INTO OZABAYIYO NGOMSO

02/06/2022

OKO NDAYEKA UBAMUNCU NOKUVALEKA AMEHLO KODWA UYABONA UBOMI BUYAQOBEKA NOBA UWEDWA

15/05/2022

Ubunzima endihlule kubo andiqweneli ubuyela kubo but ngomusa ka thixo andibeke endaweni apho ndingasoze ndive nabuhlungu ndiyayazi uthixo uzokwenza nam ndivuye

15/05/2022

Yazi ndinke ndacinga izinto ezahlulayo ndibuye ndiziphikise yazi uthando lukhe lukuzamazame lufune ukubona lendawo uyithanda kangakanani na ufumane ukuba uye waphuma endleleni kwinto ezinitsi kuphele ungesathembi kwanto ngk but ndinalento ithi kophinde kulunge kodwa

15/05/2022

UBOMI NGUMZAMO YAZI X**A UNGUMNTU UYE WENZE IZINTO ONGAZICINGANGA CZ OF UFUNA UKONWABA UKONWABA KWENZIWA NGUWE AWUZOZE WONWABE UKUYAPHI IF UFUNA UKONWATYISWA NGOMNYE UMNTU BUT KOBALUVUYO X**A UZONWABISA

31/03/2022

Ukuba uthanda umntu ngobuxoki kuye kubekuhle nohleli nigxabana ngoba phakathi kukho into engekho ryt ndiyacebisa thanda umntu wakho ngenyaniso hyai ngombuxoki

30/03/2022

Kobu ubomi ndibuqhalayo ndizixelele umjolo ukuxoka andikufuni noko ndibethekile kakhulu zezonto so ngk ndiqhala ngakutsha and ndifuna uphila ubomi oburyt obungena mpikiswano nakuxoka obunyani sekileyo ndonele ngk sisiqhalo sobomi obutsha ngk esi k*m

30/03/2022

Kuthiwa ekunyamezeleni ukhona umvuzo kodwa kunezinto ongenokwazi uzinyamezela or uzimela kodwavuma zikwahlele ukuze uzozazi ungubani ndithe ndakujonga kubomi bendibuphila ekuqhaleni ndabona izinto endizenzileyo ezirongo nezophula umpefumlo nezophula intliziyo kodwa ke ndifundile kuzo kwaye ndazixelela azinakube ziphinde zenzeke

Want your business to be the top-listed Beauty Salon in Tamboerskloof?
Click here to claim your Sponsored Listing.

Category

Telephone

Website

Address


Tamboerskloof