AMashweme Oogusha clan

AMashweme Oogusha clan

Share

Western and traditional medicatiom

05/04/2022
24/02/2022

Ukubambi akulilo ihlazo futhi ukuyonto onokuthi uzigxeke ngayo kuba nalento bathi bubuhle kusenokwenzeka ukuba kwabona yi factory fault oyena mntu ofanelekileyo kumdali ngulo kuthiwa mbi be proud maan

24/02/2022

All Motorcycle sellers I beg them to advertise their Bikes here poeple like bike and they also wat to enjoy the bike between thier legs

05/11/2021

Mashweme nezalamane jonangani kwelikhasi lenu linezinto ezithandwa nini noluntu eziluncedo nanjengoko nina Masongololo nibanceda abantu celani naba selaleni kwenu nezalamane

20/10/2021

Masibulele kuba inceba zakhe zimi ngonaphakade , Isongololo baphiwa into enqabileyo ,Ubuntu,ubulali ,bazeka Kade umsindo , iGusha ayifuni into embi, lingakuthandi ukukhaza nabani na kweli limiweyo, ngantu abanentobe , iGusha Xa litshisa ilanga liyathkombisa linqwale , lizolele imeko ngalomzuzu kodwa uke waliphamisa liyaphola lakuxakeka liyanqwa futhi isiko lamaShweme yimvu aphila ngayo Kubahle kuthi Xa silelohlo , sawuzila umkhonto ,yoyo lento dingo Zilamkhonto, kodwa eyona ntetho I awubinzi apho sele kukubi okanye ugalele ipetula uncothula ulwamvila , ubophe inxeba Elo lophayo oko kukuzila umkhonto ndibulela maShweme kululutho uku dalwa kwabantu abafana Nani ndigazujongeli pha oku komsi wenqawe, masiphile le Mpilo yokhokho Bethe sizile khona ukuze uqhamata asiphe Amandla asinike iintshikeleli ezizinto azifuni me sent makubenja maGusha enkosi

Photos from AMashweme Oogusha clan's post 17/10/2021
21/09/2021

Isongololo luchilu kunyathela , lipholile lide lifike apoho linikele khona liShweme , Lizilamkhonto , uBhamla , undzikindzane , uGqagqane , uNolundi , uNdabihlile, iMachamele nkundleni kuvelabantwana abobantu yindalo ka Thixo ekwang mfunziselo wakhe nto leyo ethi nabani Na msimazi ma Gusha okokuba udalwe ngenjongo ekhethekileyo kumdali makaxatyiswe anikwe isibima sakhe

09/09/2021

Imbewu enqabileyo echumele ukuhlanza igwale Eli limiweyo ngama Shweme lawo

08/09/2021

Zilamkhonto Nolundi,Sgwegwe , Sonolololo, Nzikinzane , Malilelwa , Bhamla , Ngqangashe , Limakhwe , Shweme , Gusha

08/09/2021

amaShweme ngabantu abazeka Kade umsindo benomonde nenzondelelo ukuzithanda noku hlonela abanye abantu , ungabahlokolozi

Want your business to be the top-listed Beauty Salon in The Bluff?
Click here to claim your Sponsored Listing.

Category

Telephone

Address


Mtozela Location Qumbu
The Bluff
5180