Uthando lwegitsa
Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Uthando lwegitsa, Health/Beauty, Faze 5, Umlazi.
Insert4:Azola:pov
(Yhoo le knock indiphosanisile esewess lamntana benzomtya )
Kuthe Kanti uyintombi kazola le yeyy logerpl wabe seller engena then wandibuza ba ndingubani waphi then Azola waxoka wathi ndingumntana wakowabo(cousin)yhoo hayy bendincithekile afun ngatsho
Then uazola wandizamela ispare Room endizolala kuso
Ndiye ndalala ke ndithe xandisothuka pha NGO 10 emaxesheni yet kuyancwinwa kla kamera kaazola then ndayoma Obama emnya ndamamela yhoo (ewe bendilivirgin butt nam bendibawela ukuyiva into le then uazola waphuma yhuu ngam emnyango
Haybo wenzantoni apha ndathi azla nam cela undivise wathi haybo anzokwazi ulala nawe mna sis ndinentombi yam then waphindella ngaphakathi yhooo ndaya ekamerni ndingasadane😭😭😭
Continue......❤️
Insert 3:(iye yamisa ke le moto then kwehlika umntu ongubhuti omhle kanjani yho)
lobhuti:hey sis
Me: hlw
lohlobhuti:unjani
Me:ndirytt(beselle ndidikiwe ke ndimphendula kakbi Kuba kalku bendilambile😭)
lobhuti:hay nam ndirytt I'm Azola and ngavuya ukwazi elakho buttbutt ke Kubo seller kubona ba akwukho semoodini ungandixelela ungandixelela ngenye imini
Me:Okey fine
Azola:Masikhwelle emotweni sihambe (bendisoyika ke ukhwella butt ndiye ndakhwella Kuba bendingazazi ukuba nzolala phisahamba then site saffika emzini wakhe yhooo mkhullu ke lomzi and kuhle)
Azola:kodwa umhle marn
Mna: enkosi nawe umhle(and ebemhle nyani ke yena uazolla tjoou)
Site saphuma emotweni sayokungena endllini then wathi uazola mandiyohlamba ndahamba haybo yhuu uguy naye wathi sizohlamba sobabini ke yhoo ndingasoyiki couz bendicingba uzakufuna ukundilala hayy fine sahlamba sangqiba then sayolala yhoo ndithe xandisithi yheyy uguyy ubhuti Lo wakhe umile haybo guys wandincamisa hayke nam ndaqondba hayy seller ndiyekelele wathi ucela ukundifingerisha fine ke nm ndavuka but uthe xaselle ezokundifingerisha kwane knock emnyango
❤️❤️🥺
(Bendisoyika me ukukhe
Insert 2
(Ndiye ndangena ke emnyango then umakazi wathatha landuku wandibetha wandibetha de ndopha)
Umakazi uye wandibuza ba ndivelaphi ndiye ndamxellela ke mna ba ndisuka emlanjeni wandifaka impama ebuzaba lixesha lokbuya Eli
Ndiye ndaphuma ndabaleka ndihlamba ndikhala bendingazazi nokuba ndiyaphi .kuye kwaba sebusuku Ker ndalala caleni kwendlela kwamisa imoto apha ecaleni kwam
Insert 1
Bekusekuseni bendilungiselela ukuya esikolweni ngoba besibhala uye wathi thu umakazi ndisabeke amanzi
Makazi:Yheey wena wenzani apha
Simnikiwe:ndibeka amanzi ohlamba makaz
Makazi:ngamanzi kbn mtana ndini hamba uyokha amanzi emlanjeni
(Bekunetha ke phandle kubanda nobanda )
Simnikiwe :ohk makaz😭😔
(Bendinxibe isikipa esikazuke apha emqolo ker ndinganxibanga zihlangu.ndithe ndisahamba ndadibana ne moto yamisaphambi kwam umnikazi wemoto wehlisa ifesitile yemoto)
Him:yhuu intombi entle kangaka ingaba iyaphi kunetha njer apha Phandle 😏❤
Me :ndiya emlanjeni bhuti (Zave zazehlela inyebezi )😭😭
Him :ngena emotweni cela uyeke ulila ngoba andifuni ukubona ukhathazekile ❤❤
Me:enkoc 😍my name is simnikiwe
Him :yhuu igama elimnandi kangaka MNA 😍😍 ndingu Ncumolwethu xa bendibiza bathi ncuma 😊
Simnikiwe: ndavuya ukwaz ker ncumo 😊
Ncumo:😊😊unayo ifoun simi
Simnikiwe :anayo (yhuu ndingasenatloni ker ngoku ndiye ndambona ekhupha ifoun ibintle ker wandinika yona
Ncumo:ina simi😍
Simnikiwe :enkoc (ndizibone sele ndihagile ker ebenuka naka mnandi siye safika emlanjeni sakha sangqiba sahamba ndifike umakazi endibekele induku emnyango ndiye ndakhala ndisangena emnyango ngoba bendisoyika😭😭
Enkoc ulike ucomment 😍😍❤❤
Introduction
Igama lam ndingu simnikiwe ndihlala nomakaz wam besisokola kakhulu ker ekhaya umakazi ebengandihoyanga kuba ndingenamama bendineminyaka eyi17 bendisenza ugrade 11
Becela ubhala ibali guyz
😍😍
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Culinary Team
Attire
Website
Address
Faze 5
Umlazi
IBALI